IiNdumiso Chapter 79

For English

Read IiNdumiso Chapter 79 Online

Read IiNdumiso Chapter 79 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of IiNdumiso in the Old Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of IiNdumiso and the Holy Bible online.

Choose a Chapter

A+ A A-

IiNdumiso 79

Isahluko 79

1. Umhobe ka-Asafu. Thixo, iintlanga zingene elifeni lakho, Ziyenze inqambi itempile yakho engcwele; Ziyenze yayimiwewe iYerusalem.

2. Izidumbu zabakhonzi bakho zizinike iintaka zezulu ukuba zizidle, Nenyama yabakho benceba ziyinike amarhamncwa elizwe.

3. Ziliphalazile igazi labo njengamanzi ngeenxa zonke eYerusalem; Akwabakho mngcwabi.

4. Senziwe ingcikivo kubamelwane bethu, Isigculelo nesicukucezo kwabasingqongileyo.

5. Kunini na, Yehova, uhleli uqumbile? Liya kuvutha njengomlilo na ikhwele lakho?

6. Phalaza ubushushu bakho ezintlangeni ezingakwaziyo, Ezikumkanini ezingalinquliyo igama lakho.

7. Ngokuba zimdlile uYakobi, Zalenza inxuwa ikhaya lakhe.

8. Musa ukubukhumbula kuthi ubugwenxa bamanyange ethu, Mayingxame isikhawulele imfesane yakho: Ngokuba siswele kakhulu.

9. Sincede, Thixo ongumsindisi wethu, ngenxa yozuko lwegama lakho, Usihlangule, uzixolele ngocamagushelo izono zethu ngenxa yegama lakho.

10. Yini na ukuba iintlanga zithi kuthi, Uphi na uThixo wabo? Makwazeke ezintlangeni, emehlweni ethu, Ukuphindezelwa kwegazi labakhonzi bakho eliphalaziweyo.

11. Makuze phambi kwakho ukugcuma kwamakhonkxwa; Ngokobukhulu bengalo yakho basalise oonyana bokufa.

12. Yibuyisele kubamelwane bethu kasixhenxe esondweni lengubo yabo Ingcikivo yabo, abakungcikive ngayo, Nkosi.

13. Ke thina bantu bakho, zimvu zaluswa nguwe, Siya kubulela kuwe ngonaphakade, Sibalise ngendumiso yakho kwizizukulwana ngezizukulwana.

About IiNdumiso Chapter 79

Read IiNdumiso Chapter 79 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of IiNdumiso in the Old Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.

Book Information

Book: IiNdumiso
Chapter: 79
Testament: Old Testament

How to Read this Chapter

Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading IiNdumiso. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.

https://www.youtube.com/watch?v=rzsT_Q3KLzE

More Resources

Continue Reading the Bible

Continue reading IiNdumiso Chapter 79 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.

Frequently Asked Questions

What is IiNdumiso Chapter 79?

IiNdumiso Chapter 79 is part of the Book of IiNdumiso in the Holy Bible.

Can I read this chapter online?

Yes. You can read the complete IiNdumiso Chapter 79 online for free with easy chapter navigation.

More Chapters from iindumiso

  1. IiNdumiso Chapter 1
  2. IiNdumiso Chapter 2
  3. IiNdumiso Chapter 146
  4. IiNdumiso Chapter 102
  5. IiNdumiso Chapter 58
  6. IiNdumiso Chapter 13
  7. IiNdumiso Chapter 3

Explore More from ITestamente Endala

  1. ImiZekeliso Chapter 8
  2. 1 YeziKronike Chapter 11
  3. IiNdumiso Chapter 88
  4. UYeremiya Chapter 50
  5. 1 YooKumkani Chapter 19
  6. UYeremiya Chapter 28
  7. IEksodus Chapter 37

Related Chapters & Readings

  1. UAmos Chapter 8
  2. 1 KaSamuweli Chapter 13
  3. UYeremiya Chapter 38
  4. 2 KaSamuweli Chapter 2
  5. IZenzo Chapter 2
  6. UIsaya Chapter 53
  7. UZekariya Chapter 10
Share Your Love

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *