Read IiNdumiso Chapter 111 Online
Read IiNdumiso Chapter 111 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of IiNdumiso in the Old Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of IiNdumiso and the Holy Bible online.
Choose a Chapter
IiNdumiso 111
Isahluko 111
1. Haleluya! Ndiya kubulela kuYehova ngentliziyo yonke, Elucweyweni lwabathe tye nasebandleni.
2. Zikhulu izenzo zikaYehova, Zezokungxokwa iintsingiselo zazo zonke.
3. Unendili nobungangamela umsebenzi wakhe, Ubulungisa bakhe bumi ngonaphakade.
4. Uyenzele ukuze ikhunjulwe imisebenzi yakhe ebalulekileyo; Unobabalo nemfesane uYehova.
5. Ubaphe ukudla abamoyikayo; Uwukhumbule ngonaphakade umnqophiso wakhe.
6. Ubabonise abantu bakhe amandla ezenzo zakhe, Ebanika ilifa leentlanga.
7. Izenzo zezandla zakhe ziyinyaniso nesiko; Zithembekile zonke iziyalezo zakhe.
8. Zizimasekile nanini nangonaphakade; Zenziwe ngenyaniso, zithe tye.
9. Ubathumele abantu bakhe inkululeko; Uwumisele ngonaphakade umnqophiso wakhe; Lingcwele, liyoyikeka, igama lakhe.
10. Ingqalo yobulumko kukoyika uYehova, Banengqiqo elungileyo bonke abenza ngako; Indumiso yakhe ihlala imi.
About IiNdumiso Chapter 111
Read IiNdumiso Chapter 111 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of IiNdumiso in the Old Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.
Book Information
Book: IiNdumiso
Chapter: 111
Testament: Old Testament
How to Read this Chapter
Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading IiNdumiso. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.
More Resources
Continue Reading the Bible
Continue reading IiNdumiso Chapter 111 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.
Frequently Asked Questions
What is IiNdumiso Chapter 111?
IiNdumiso Chapter 111 is part of the Book of IiNdumiso in the Holy Bible.
Can I read this chapter online?
Yes. You can read the complete IiNdumiso Chapter 111 online for free with easy chapter navigation.
More Chapters from iindumiso
- IiNdumiso Chapter 1
- IiNdumiso Chapter 2
- IiNdumiso Chapter 146
- IiNdumiso Chapter 3
- IiNdumiso Chapter 131
- IiNdumiso Chapter 102
- IiNdumiso Chapter 58
Explore More from ITestamente Endala
- IiNdumiso Chapter 41
- IiNdumiso Chapter 34
- 2 KaSamuweli Chapter 20
- IiNdumiso Chapter 132
- UNehemiya Chapter 4
- UHezekile Chapter 36
- UZefaniya Chapter 3