IiNdumiso Chapter 81

For English

Read IiNdumiso Chapter 81 Online

Read IiNdumiso Chapter 81 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of IiNdumiso in the Old Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of IiNdumiso and the Holy Bible online.

Choose a Chapter

IiNdumiso 81

Isahluko 81

1. Kumongameli; ngolwaseGati. Ka-Asafu. Memelelani kuThixo, igwiba lethu, Dumani kuThixo kaYakobi.

2. Hlabani ingoma, nibethe ingqongqo, Uhadi olumnandi, kunye nomrhubhe.

3. Vuthelani isigodlo ukuthwasa kwenyanga, Nokuhlangana kwenyanga, ngemini yomthendeleko wethu.

4. Ngokuba ngummiselo lowo kuSirayeli, Lisiko likaThixo kaYakobi.

5. Sisingqiniso awasimisayo kwaYosefu, Ekucandeni kwakhe ezweni laseYiputa; Ndeva intetho endingayaziyo.

6. Ndawususa umthwalo egxalabeni lakhe; Izandla zakhe zasuka ezingobozini zokuthwala.

7. Embandezelweni wadanduluka wena, ndakuhlangula; Ndakuphendula esitheni leendudumo, Ndakuvavanya emanzini aseMeribha. (Phakamisani.)

8. Ndathi, Yivani, bantu bam, ndiqononondise kuni; Sirayeli, ukuba unokuphulaphula kum!

9. Makungabikho thixo wasemzini kuwe; Unganquli thixo wolunye uhlanga.

10. Ndim uYehova uThixo wakho, Okunyusileyo elizweni laseYiputa. Yakhamisa, ndiwuzalise umlomo wakho.

11. Ke abantu bam abaliva izwi lam, USirayeli akandivumanga.

12. Ndabanikela ebungqoleni beentliziyo zabo; Bahamba ngawabo amaqhinga.

13. Akwaba abantu bam bebendiva, Akwaba uSirayeli ubehamba ngendlela yam!

14. Bendiya kuzithoba kamsinya iintshaba zabo, Ndisibuyisele phezu kwababandezeli babo isandla sam.

15. Abamthiyayo uYehova bebeya kuhanahanisa kuye, Libe ngunaphakade ixesha labo.

16. Bendiya kubadlisa ingqolowa etyebileyo, Ndibahluthise ngobusi etsilini.

About IiNdumiso Chapter 81

Read IiNdumiso Chapter 81 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of IiNdumiso in the Old Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.

Book Information

Book: IiNdumiso
Chapter: 81
Testament: Old Testament

How to Read this Chapter

Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading IiNdumiso. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.

https://www.youtube.com/watch?v=rzsT_Q3KLzE

More Resources

Continue Reading the Bible

Continue reading IiNdumiso Chapter 81 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.

Frequently Asked Questions

What is IiNdumiso Chapter 81?

IiNdumiso Chapter 81 is part of the Book of IiNdumiso in the Holy Bible.

Can I read this chapter online?

Yes. You can read the complete IiNdumiso Chapter 81 online for free with easy chapter navigation.

More Chapters from iindumiso

  1. IiNdumiso Chapter 1
  2. IiNdumiso Chapter 2
  3. IiNdumiso Chapter 146
  4. IiNdumiso Chapter 102
  5. IiNdumiso Chapter 3
  6. IiNdumiso Chapter 131
  7. IiNdumiso Chapter 58

Explore More from ITestamente Endala

  1. UMalaki Chapter 4
  2. ILevitikus Chapter 24
  3. 2 YeziKronike Chapter 15
  4. 1 YeziKronike Chapter 9
  5. IGenesis Chapter 5
  6. IiNdumiso Chapter 17
  7. IziLilo Chapter 5

Related Chapters & Readings

  1. KumaGalati Chapter 2
  2. EcclesiastesImiZekeliso Chapter 8
  3. UZekariya Chapter 3
  4. ILevitikus Chapter 12
  5. INumeri Chapter 7
  6. 1 YooKumkani Chapter 11
  7. 1 KaSamuweli Chapter 25
Share Your Love

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *