IiNdumiso Chapter 60

For English

Read IiNdumiso Chapter 60 Online

Read IiNdumiso Chapter 60 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of IiNdumiso in the Old Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of IiNdumiso and the Holy Bible online.

Choose a Chapter

IiNdumiso 60

Isahluko 60

1. Kumongameli; ngeyenyibiba yesingqino. Eliligugu. EkaDavide. Eyokufundisa: ekulweni kwakhe nama-Aram phakathi kweMilambo nama-Aram aseTsobha; wabuya uYowabhi, wawabulala amaEdom emfuleni wetyuwa, amawaka alishumi elinamabini. Thixo, usihlambile, wasichitha, Waqumba; ngamana wasibuyisa.

2. Ulinyikimisile ilizwe, ulikrazule; Philisa iintanda zalo ngokuba lishukuma.

3. Ubabonisile abantu bakho into elukhuni, Usiseze iwayini ehexisayo.

4. Ubanike ibhanile abakoyikayo, Ukuba bayiphakamise ngenxa yenyaniso. (Phakamisani.)

5. Ukuze zihlangulwe iintanda zakho, Sindisa ngesandla sakho sokunene, undiphendule.

6. UThixo uthethe engcwele: mandivuyelele, Ndimabe uShekem, ndiyilinganisele intili yaseSukoti.

7. Ngowam uGiliyadi, ngowam uManase, UEfrayim sisigcina-ntloko sam, UYuda yintonga yam yommiselo;

8. UMowabhi sisitya sam sokuhlambela, Ndiyiphosa kuEdom imbadada yam; Filisti, nkqangaza wena ngam.

9. Ngubani na owondisa emzini wamandla? Ngubani na owondikhaphela kwaEdom?

10. Asinguwe na, kwawena Thixo, osihlambileyo? Akwaphuma, Thixo, nemikhosi yethu.

11. Sincede kumbandezeli wethu; Alunto yanto usindiso lomntu.

12. NgoThixo siya kweyisa, Wobagqusha yena ababandezeli bethu.

About IiNdumiso Chapter 60

Read IiNdumiso Chapter 60 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of IiNdumiso in the Old Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.

Book Information

Book: IiNdumiso
Chapter: 60
Testament: Old Testament

How to Read this Chapter

Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading IiNdumiso. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.

https://www.youtube.com/watch?v=rzsT_Q3KLzE

More Resources

Continue Reading the Bible

Continue reading IiNdumiso Chapter 60 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.

Frequently Asked Questions

What is IiNdumiso Chapter 60?

IiNdumiso Chapter 60 is part of the Book of IiNdumiso in the Holy Bible.

Can I read this chapter online?

Yes. You can read the complete IiNdumiso Chapter 60 online for free with easy chapter navigation.

More Chapters from iindumiso

  1. IiNdumiso Chapter 1
  2. IiNdumiso Chapter 2
  3. IiNdumiso Chapter 146
  4. IiNdumiso Chapter 102
  5. IiNdumiso Chapter 94
  6. IiNdumiso Chapter 58
  7. IiNdumiso Chapter 13

Explore More from ITestamente Endala

  1. UYoshuwa Chapter 3
  2. UIsaya Chapter 49
  3. 1 YooKumkani Chapter 17
  4. 1 YooKumkani Chapter 4
  5. UIsaya Chapter 60
  6. IiNdumiso Chapter 31
  7. UIsaya Chapter 15

Related Chapters & Readings

  1. IZenzo Chapter 16
  2. AbaGwebi Chapter 11
  3. UEstere Chapter 5
  4. UEzra Chapter 9
  5. UNehemiya Chapter 4
  6. UAmos Chapter 5
  7. UEzra Chapter 1
Share Your Love

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *