IiNdumiso Chapter 85

For English

Read IiNdumiso Chapter 85 Online

Read IiNdumiso Chapter 85 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of IiNdumiso in the Old Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of IiNdumiso and the Holy Bible online.

Choose a Chapter

IiNdumiso 85

Isahluko 85

1. Kumongameli; eyoonyana bakaKora. Umhobe. Yehova, wabe unetarhu kwilizwe lakho. Ububabuyisa abathinjwa bakaYakobi;

2. Ububuxolela ubugwenxa babantu bakho, Ubuziselela zonke izono zabo. (Phakamisani.)

3. Ubuwufinyeza umsindo wakho ophuphumayo, Ububuya ekuvutheni komsindo wakho.

4. Sibuyise, Thixo ongumsindisi wethu, Uyisuse ingqumbo yakho kuthi.

5. Uya kusiqumbela ngonaphakade na? Umsindo wakho uya kuwolulela kwizizukulwana ngezizukulwana na?

6. Akuyi kubuya usiphilise na, Abantu bakho bavuye ngawe?

7. Sibonise inceba yakho, Yehova, Siphe usindiso lwakho.

8. Mandive oko aya kukuthetha uThixo, uYehova; Hayi, uthetha uxolo kubantu bakhe nakwabakhe benceba; Mabangabuyeli ke ekunyabeni kwabo.

9. Inene, usindiso lwakhe lusondele kwabamoyikayo, Ukuze luhlale uzuko ezweni lakowethu.

10. Kuya kuqubisana inceba nenyaniso, Kuya kwangana ubulungisa noxolo.

11. Inyaniso iya kuntshula emhlabeni, Ubulungisa buqondele busemazulwini.

12. Kananjalo uYehova uya kusinika okulungileyo, Ilizwe lethu lisinike indyebo yalo.

13. Ubulungisa buya kuhamba phambi kwakhe, Buyigqale ngentliziyo indlela yokunyathela kwakhe.

About IiNdumiso Chapter 85

Read IiNdumiso Chapter 85 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of IiNdumiso in the Old Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.

Book Information

Book: IiNdumiso
Chapter: 85
Testament: Old Testament

How to Read this Chapter

Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading IiNdumiso. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.

https://www.youtube.com/watch?v=rzsT_Q3KLzE

More Resources

Continue Reading the Bible

Continue reading IiNdumiso Chapter 85 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.

Frequently Asked Questions

What is IiNdumiso Chapter 85?

IiNdumiso Chapter 85 is part of the Book of IiNdumiso in the Holy Bible.

Can I read this chapter online?

Yes. You can read the complete IiNdumiso Chapter 85 online for free with easy chapter navigation.

More Chapters from iindumiso

  1. IiNdumiso Chapter 1
  2. IiNdumiso Chapter 2
  3. IiNdumiso Chapter 146
  4. IiNdumiso Chapter 102
  5. IiNdumiso Chapter 3
  6. IiNdumiso Chapter 131
  7. IiNdumiso Chapter 58

Explore More from ITestamente Endala

  1. UZekariya Chapter 6
  2. 1 YooKumkani Chapter 15
  3. IEksodus Chapter 26
  4. UIsaya Chapter 48
  5. UDaniyeli Chapter 12
  6. 1 YooKumkani Chapter 12
  7. 2 YeziKronike Chapter 12

Related Chapters & Readings

  1. IZenzo Chapter 3
  2. UMarko Chapter 11
  3. IiNdumiso Chapter 44
  4. UIsaya Chapter 24
  5. IsiTyhilelo Chapter 2
  6. ImiZekeliso Chapter 16
  7. UHoseya Chapter 12
Share Your Love

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *