IiNdumiso Chapter 76

For English

Read IiNdumiso Chapter 76 Online

Read IiNdumiso Chapter 76 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of IiNdumiso in the Old Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of IiNdumiso and the Holy Bible online.

Choose a Chapter

IiNdumiso 76

Isahluko 76

1. Kumongameli; eyokubethelwa ngezinto ezineentambo. Umhobe ka-Asafu. Ingoma. Waziwa kwaYuda uThixo, Likhulu kwaSirayeli igama lakhe.

2. Umnquba wakhe waba seSalem, Nekhaya lakhe eZiyon.

3. Wayaphula apho imibane yesaphetha, Ingweletshetshe, nekrele, nezixhobo zemfazwe. (Phakamisani.)

4. Ukhanyile, uyingangamsha ngaphezu kweentaba zokuqwenga.

5. Babhunyulwe abantliziyo iyimbalasane, Balala umlala kanye, Akazifumana izandla zawo onke amakroti.

6. Ekukhalimeni kwakho, Thixo kaYakobi, Kwasindwa bubuthongo iinqwelo zokulwa namahashe.

7. Unguwena wena woyikekayo; Ngubani na onokuma phambi kwakho, wakuba nomsindo?

8. Emazulwini usivakalisile isigwebo; Loyika ihlabathi, lazola,

9. Ekusukeni kukaThixo ukuba agwebe, Abasindise bonke abalulamileyo behlabathi. (Phakamisani.)

10. Ngokuba ubushushu bomntu buya kuba ngumbulelo kuwe; Uya kuwabhinqa amasalela obushushu.

11. Bhambathisani, nisizalise isibhambathiso kuYehova uThixo wenu; Bonke abamngqongileyo mabeze nezithabathaba kofanele kukoyikwa.

12. Uya kunqumla ukufutha kweenganga, Uyoyikeka kookumkani behlabathi.

About IiNdumiso Chapter 76

Read IiNdumiso Chapter 76 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of IiNdumiso in the Old Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.

Book Information

Book: IiNdumiso
Chapter: 76
Testament: Old Testament

How to Read this Chapter

Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading IiNdumiso. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.

https://www.youtube.com/watch?v=rzsT_Q3KLzE

More Resources

Continue Reading the Bible

Continue reading IiNdumiso Chapter 76 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.

Frequently Asked Questions

What is IiNdumiso Chapter 76?

IiNdumiso Chapter 76 is part of the Book of IiNdumiso in the Holy Bible.

Can I read this chapter online?

Yes. You can read the complete IiNdumiso Chapter 76 online for free with easy chapter navigation.

More Chapters from iindumiso

  1. IiNdumiso Chapter 1
  2. IiNdumiso Chapter 3
  3. IiNdumiso Chapter 2
  4. IiNdumiso Chapter 14
  5. IiNdumiso Chapter 13
  6. IiNdumiso Chapter 7
  7. IiNdumiso Chapter 11

Explore More from ITestamente Endala

  1. IiNdumiso Chapter 85
  2. IiNdumiso Chapter 14
  3. IEksodus Chapter 22
  4. UNehemiya Chapter 2
  5. AbaGwebi Chapter 19
  6. UHoseya Chapter 5
  7. IGenesis Chapter 16

Related Chapters & Readings

  1. UMateyu Chapter 1
  2. ILevitikus Chapter 26
  3. 1 KaSamuweli Chapter 26
  4. 2 KaPetros Chapter 2
  5. UYobhi Chapter 19
  6. ImiZekeliso Chapter 29
  7. ImiZekeliso Chapter 1
Share Your Love

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *