IiNdumiso Chapter 6

For English

Read IiNdumiso Chapter 6 Online

Read IiNdumiso Chapter 6 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of IiNdumiso in the Old Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of IiNdumiso and the Holy Bible online.

Choose a Chapter

IiNdumiso 6

Isahluko 6

1. Kumongameli wokubethelwa izinto ezineentambo: ngelamadoda ilizwi. Umhobe kaDavide. Yehova, musa ukundohlwaya unomsindo, Ungandithethisi unobushushu.

2. Ndibabale, Yehova, ngokuba ndintshwenyile; Ndiphilise, Yehova, ngokuba ekhwankqisiwe amathambo am.

3. Umphefumlo wam ukhwankqiswe kakhulu; Ke wena, Yehova, koda kube nini na?

4. Buya, Yehova, uwuhlangule umphefumlo wam; Ndisindise ngenxa yenceba yakho.

5. Ngokuba ekufeni akusekho kukukhumbula; Kwelabafileyo ngubani na osenokubulela kuwe?

6. Ndidiniwe kukugcuma kwam; Ndiludadisa ubusuku bonke ukhuko lwam, Ndiwenza manzi umandlalo wam ngeenyembezi zam.

7. Lonakele kukukhathazeka iliso lam; Laluphele ngenxa yababandezeli bam bonke.

8. Sukani kum, nina nonke basebenzi bobutshinga; Ngokuba uYehova ulivile ilizwi lokulila kwam.

9. Ukuvile uYehova ukutarhuzisa kwam; UYehova umthandazo wam uyawamkela.

10. Ziya kudana, zikhwankqe kakhulu, zonke iintshaba zam; Ziya kubuyiswa zidanile ngephanyazo.

About IiNdumiso Chapter 6

Read IiNdumiso Chapter 6 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of IiNdumiso in the Old Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.

Book Information

Book: IiNdumiso
Chapter: 6
Testament: Old Testament

How to Read this Chapter

Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading IiNdumiso. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.

https://www.youtube.com/watch?v=rzsT_Q3KLzE

More Resources

Continue Reading the Bible

Continue reading IiNdumiso Chapter 6 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.

Frequently Asked Questions

What is IiNdumiso Chapter 6?

IiNdumiso Chapter 6 is part of the Book of IiNdumiso in the Holy Bible.

Can I read this chapter online?

Yes. You can read the complete IiNdumiso Chapter 6 online for free with easy chapter navigation.

More Chapters from iindumiso

  1. IiNdumiso Chapter 1
  2. IiNdumiso Chapter 2
  3. IiNdumiso Chapter 146
  4. IiNdumiso Chapter 102
  5. IiNdumiso Chapter 94
  6. IiNdumiso Chapter 58
  7. IiNdumiso Chapter 13

Explore More from ITestamente Endala

  1. IiNdumiso Chapter 127
  2. 2 KaSamuweli Chapter 17
  3. EcclesiastesImiZekeliso Chapter 7
  4. IiNdumiso Chapter 131
  5. IEksodus Chapter 22
  6. 1 YeziKronike Chapter 2
  7. ILevitikus Chapter 16

Related Chapters & Readings

  1. UYeremiya Chapter 35
  2. UDaniyeli Chapter 10
  3. UYeremiya Chapter 39
  4. INumeri Chapter 20
  5. UIsaya Chapter 50
  6. 2 YeziKronike Chapter 17
  7. 1 YeziKronike Chapter 6
Share Your Love

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *