UYobhi Chapter 35

For English

Read UYobhi Chapter 35 Online

Read UYobhi Chapter 35 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of UYobhi in the Old Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of UYobhi and the Holy Bible online.

Choose a Chapter

UYobhi 35

Isahluko 35

1. Wasusela uElihu, wathi,

2. Uba oku kusesikweni na, Ukuthi, ubulungisa bakho bungaphezu kobukaThixo;

3. Ukuba uthi nje, Bundinceda ntoni na, Bundinyusa ngantoni na phezu kokundinyusa kwesono sam?

4. Ndiya kukuphendula mna ngokuthetha, Nabahlobo bakho abanawe.

5. Bheka ezulwini ubone; Ukhangele isibhakabhaka, siphezulu kuwe.

6. Ukuba uthi wone, usebenza ntoni na ngakuye? Khona zakuba zininzi izikreqo zakho, umenze ntoni na?

7. Ukuba uthe walungisa wena, umpha ntoni na ngaloo nto? Wamkela ntoni na yena esandleni sakho?

8. Kuyinto kwindoda enjengawe ukungabi ndawo kwakho; Buyinto kuwe, nyana womntu, ubulungisa bakho.

9. Ngenxa yobuninzi bokucudisa, bayakhala abantu; Bayazibika ngenxa yengalo yabakhulu.

10. Ke abatsho ukuthi, Uphi na uThixo uMenzi wam, Osinika ingoma ebusuku,

11. Osifundisa ngaphezu kweenkomo zehlabathi, Asiphe ubulumko ngaphezu kweentaka zezulu?

12. Bandula bakhale, angaphenduli, Ngenxa yekratshi labanobubi.

13. Hayi, yona into ekhohlakeleyo akayiva uThixo, USomandla akayikhathalele.

14. Noko utshoyo ukuthi akumkhathalele, Ityala liphambi kwakhe, lindela kuye ke!

15. Ke ngoko xa ungekaveleli umsindo wakhe, Akazani na kunene nesikhukhumali?

16. Ke uYobhi ufumana awuvule umlomo wakhe, Akwandise ukuthetha engenakwazi.

About UYobhi Chapter 35

Read UYobhi Chapter 35 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of UYobhi in the Old Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.

Book Information

Book: UYobhi
Chapter: 35
Testament: Old Testament

How to Read this Chapter

Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading UYobhi. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.

https://www.youtube.com/watch?v=rzsT_Q3KLzE

More Resources

Continue Reading the Bible

Continue reading UYobhi Chapter 35 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.

Frequently Asked Questions

What is UYobhi Chapter 35?

UYobhi Chapter 35 is part of the Book of UYobhi in the Holy Bible.

Can I read this chapter online?

Yes. You can read the complete UYobhi Chapter 35 online for free with easy chapter navigation.

More Chapters from ITestamente Endala

  1. UIsaya Chapter 1
  2. IGenesis Chapter 3
  3. UYoshuwa Chapter 10
  4. ILevitikus Chapter 1
  5. IEksodus Chapter 2
  6. IEksodus Chapter 1
  7. EcclesiastesImiZekeliso Chapter 1

Explore More from Uyobhi

  1. UYobhi Chapter 5
  2. UYobhi Chapter 2
  3. UYobhi Chapter 42
  4. UYobhi Chapter 25
  5. UYobhi Chapter 38
  6. UYobhi Chapter 15
  7. UYobhi Chapter 16

Related Chapters & Readings

  1. IiNdumiso Chapter 85
  2. 2 YeziKronike Chapter 10
  3. KumaHebhere Chapter 11
  4. IDuteronomi Chapter 17
  5. IiNdumiso Chapter 87
  6. 2 YooKumkani Chapter 9
  7. 1 YeziKronike Chapter 27
Share Your Love

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *