IiNdumiso Chapter 61

For English

Read IiNdumiso Chapter 61 Online

Read IiNdumiso Chapter 61 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of IiNdumiso in the Old Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of IiNdumiso and the Holy Bible online.

Choose a Chapter

IiNdumiso 61

Isahluko 61

1. Kumongameli; eyokubethelwa ngezinto ezineentambo. EkaDavide. Kuve, Thixo, ukuhlahlamba kwam; Wubazele indlebe umthandazo wam.

2. Ndidanduluka kuwe ndisesiphelweni sehlabathi, ekutyhafeni kwentliziyo yam; Ndikhaphele eweni elisemalengalengeni kum.

3. Ngokuba ulihlathi lam, Uyinqaba ende eliqele phambi kotshaba.

4. Ndiya kuphambukela ententeni yakho ngonaphakade, Ndiya kuzimela ngesithe lamaphiko akho. (Phakamisani.)

5. Ngokuba wena, Thixo, uzivile izibhambathiso zam; Ubanike ilifa abaloyikayo igama lakho.

6. Uya kongeza imihla emihleni yokumkani; Iminyaka yakhe iya kuba njengezizukulwana ngezizukulwana;

7. Uya kuhlala ngonaphakade phambi koThixo; Mmisele inceba nenyaniso, ukuba zimlondoloze.

8. Kukhona ndiya kulibethela uhadi igama lakho ngonaphakade, Ndizizalise izibhambathiso zam imihla ngemihla.

About IiNdumiso Chapter 61

Read IiNdumiso Chapter 61 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of IiNdumiso in the Old Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.

Book Information

Book: IiNdumiso
Chapter: 61
Testament: Old Testament

How to Read this Chapter

Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading IiNdumiso. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.

https://www.youtube.com/watch?v=rzsT_Q3KLzE

More Resources

Continue Reading the Bible

Continue reading IiNdumiso Chapter 61 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.

Frequently Asked Questions

What is IiNdumiso Chapter 61?

IiNdumiso Chapter 61 is part of the Book of IiNdumiso in the Holy Bible.

Can I read this chapter online?

Yes. You can read the complete IiNdumiso Chapter 61 online for free with easy chapter navigation.

More Chapters from iindumiso

  1. IiNdumiso Chapter 1
  2. IiNdumiso Chapter 2
  3. IiNdumiso Chapter 146
  4. IiNdumiso Chapter 102
  5. IiNdumiso Chapter 3
  6. IiNdumiso Chapter 131
  7. IiNdumiso Chapter 58

Explore More from ITestamente Endala

  1. UHezekile Chapter 3
  2. UDaniyeli Chapter 10
  3. 1 KaSamuweli Chapter 13
  4. UYeremiya Chapter 42
  5. UIsaya Chapter 24
  6. UNehemiya Chapter 7
  7. 2 KaSamuweli Chapter 5

Related Chapters & Readings

  1. IiNdumiso Chapter 122
  2. UYoshuwa Chapter 20
  3. 1 KwabaseKorinte Chapter 14
  4. UAmos Chapter 6
  5. UMateyu Chapter 6
  6. INumeri Chapter 6
  7. ILevitikus Chapter 13
Share Your Love

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *