IiNdumiso Chapter 56

For English

Read IiNdumiso Chapter 56 Online

Read IiNdumiso Chapter 56 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of IiNdumiso in the Old Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of IiNdumiso and the Holy Bible online.

Choose a Chapter

IiNdumiso 56

Isahluko 56

1. Kumongameli; ngeyehobe elithe cwaka phakathi kwabakude. EkaDavide. Eliligugu. Ukubanjwa kwakhe ngamaFilisti eGati. Ndibabale, Thixo, ngokuba abantu bendizonda; Bandixinile, besilwa yonke imini;

2. Abandilalelayo bandizonda yonke imini, Ngokuba baninzi abalwa nam beziphakamisile.

3. Mhlana ndinxunguphalayo mna, Ndokholosa ngawe.

4. Ndiya kulidumisa ngoThixo ilizwi lakhe, Ndikholose ngoThixo, ndingoyiki; Inokundenza ntoni na inyama?

5. Yonke imini bayawaphambanisa amazwi am; Zingam zonke iingcinga zabo zobubi.

6. Baqukene, babonisele, Bona bagcine izithende zam, Ngokokuba belinde umphefumlo wam.

7. Bengamatshinga nje, bosinda na? Zihlise ngomsindo izizwe, Thixo.

8. Ukuphalaphala kwam ukubhalile wena; Yitha iinyembezi zam entsubeni yakho; Azisencwadini yakho na?

9. Ziya kubuya umva ke iintshaba zam, mhlana ndibizayo; Ndiyakwazi oku, ukuba uThixo unam.

10. Ndilidumisa ngoThixo ilizwi, Ndilidumisa ngoYehova ilizwi.

11. Ndikholose ngoThixo, ndingoyiki; Unokundenza ntoni na umntu?

12. Ziphezu kwam, Thixo, izibhambathiso zakho; Ndiya kuyizalisa kuwe imibingelelo yombulelo.

13. Ngokuba uwuhlangule ekufeni umphefumlo wam, Iinyawo zam ekukhubekeni, Ukuba ndihambe phambi koThixo Ekukhanyeni kobomi.

About IiNdumiso Chapter 56

Read IiNdumiso Chapter 56 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of IiNdumiso in the Old Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.

Book Information

Book: IiNdumiso
Chapter: 56
Testament: Old Testament

How to Read this Chapter

Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading IiNdumiso. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.

https://www.youtube.com/watch?v=rzsT_Q3KLzE

More Resources

Continue Reading the Bible

Continue reading IiNdumiso Chapter 56 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.

Frequently Asked Questions

What is IiNdumiso Chapter 56?

IiNdumiso Chapter 56 is part of the Book of IiNdumiso in the Holy Bible.

Can I read this chapter online?

Yes. You can read the complete IiNdumiso Chapter 56 online for free with easy chapter navigation.

More Chapters from iindumiso

  1. IiNdumiso Chapter 1
  2. IiNdumiso Chapter 2
  3. IiNdumiso Chapter 146
  4. IiNdumiso Chapter 102
  5. IiNdumiso Chapter 3
  6. IiNdumiso Chapter 131
  7. IiNdumiso Chapter 58

Explore More from ITestamente Endala

  1. UIsaya Chapter 21
  2. 1 YeziKronike Chapter 22
  3. UHezekile Chapter 4
  4. IEksodus Chapter 5
  5. 1 KaSamuweli Chapter 26
  6. 2 YooKumkani Chapter 10
  7. IiNdumiso Chapter 20

Related Chapters & Readings

  1. IiNdumiso Chapter 25
  2. INumeri Chapter 20
  3. ImiZekeliso Chapter 2
  4. IiNdumiso Chapter 106
  5. ImiZekeliso Chapter 23
  6. 1 KaSamuweli Chapter 29
  7. 1 YeziKronike Chapter 23
Share Your Love

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *