IiNdumiso Chapter 51

For English

Read IiNdumiso Chapter 51 Online

Read IiNdumiso Chapter 51 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of IiNdumiso in the Old Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of IiNdumiso and the Holy Bible online.

Choose a Chapter

IiNdumiso 51

Isahluko 51

1. Kumongameli. Umhobe kaDavide: ekuzeni kukaNatan umprofeti kuye, emveni kokuba ebengene uBhatshebha. Tarhu, Thixo, ngokwenceba yakho! Ngokobuninzi benceba yakho, cima ukreqo lwam!

2. Nd’ixovule kunene, busuke ubugwenxa bam, Undihlambulule esonweni sam.

3. Ngokuba ndiyalwazi mna ukreqo lwam, Nesono sam siphambi kwam ngamaxesha onke.

4. Ndonile kuwe, kuwe wedwa, Ndenza okubi emehlweni akho; Ukuze ube lilungisa ekuthetheni kwakho, Ucace ekugwebeni kwakho.

5. Uyabona, ndizalelwe ebugwenxeni, Ndakhawulwa nguma esonweni.

6. Uyabona, ufuna inyaniso ezintsweni, Esitheni undazisa ubulumko.

7. Ndihlambulule isono ngehisope, ndihlambuluke; Ndixovule, ndibe mhlophe kunekhephu;

8. Ndivise imihlali nemivuyo, Agcobe amathambo owacolileyo.

9. Sithelisa ubuso bakho ezonweni zam, Ubucime bonke ubugwenxa bam.

10. Dala phakathi kwam, Thixo, intliziyo ehlambulukileyo, Uhlaziye umoya oqinisekileyo phakathi kwam.

11. Musa ukundilahla ebusweni bakho, UMoya wakho oyiNgcwele ungamsusi kum.

12. Buyisela kum imihlali yosindiso lwakho, Undixhase ngomoya wentumekelelo.

13. Ndobafundisa abangendawo iindlela zakho, Babuyele kuwe aboni.

14. Ndihlangule emagazini, Thixo, Thixo ondisindisayo; Lomemelela ngobulungisa bakho ulwimi lwam.

15. Nkosi yam, vula imilebe yomlomo wam, Uyixele indumiso yakho umlomo wam.

16. Ngokuba akunanze mibingelelo, bendiya kukunika; Akalikholo kuwe amadini anyukayo.

17. Imibingelelo kaThixo ngumoya owaphukileyo, Intliziyo eyaphukileyo, etyumkileyo, Thixo, akuyi kuyidela.

18. Yenzele okulungileyo iZiyon ngokukholekileyo kuwe; Yakha iindonga zeYerusalem.

19. Kuya kwandula ukuba mnandi kuwe imibingelelo yobulungisa, amadini apheleleyo; Ziya kwandula ukunyuswa iinkunzi ezintsha zeenkomo esibingelelweni sakho.

About IiNdumiso Chapter 51

Read IiNdumiso Chapter 51 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of IiNdumiso in the Old Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.

Book Information

Book: IiNdumiso
Chapter: 51
Testament: Old Testament

How to Read this Chapter

Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading IiNdumiso. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.

https://www.youtube.com/watch?v=rzsT_Q3KLzE

More Resources

Continue Reading the Bible

Continue reading IiNdumiso Chapter 51 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.

Frequently Asked Questions

What is IiNdumiso Chapter 51?

IiNdumiso Chapter 51 is part of the Book of IiNdumiso in the Holy Bible.

Can I read this chapter online?

Yes. You can read the complete IiNdumiso Chapter 51 online for free with easy chapter navigation.

More Chapters from iindumiso

  1. IiNdumiso Chapter 1
  2. IiNdumiso Chapter 3
  3. IiNdumiso Chapter 2
  4. IiNdumiso Chapter 14
  5. IiNdumiso Chapter 13
  6. IiNdumiso Chapter 7
  7. IiNdumiso Chapter 11

Explore More from ITestamente Endala

  1. 1 KaSamuweli Chapter 12
  2. ImiZekeliso Chapter 19
  3. IiNdumiso Chapter 93
  4. IiNdumiso Chapter 52
  5. UHezekile Chapter 18
  6. UIsaya Chapter 8
  7. INumeri Chapter 20

Related Chapters & Readings

  1. 1 KaPetros Chapter 2
  2. UHoseya Chapter 12
  3. IiNdumiso Chapter 15
  4. IGenesis Chapter 47
  5. 2 YeziKronike Chapter 35
  6. IGenesis Chapter 20
  7. UYeremiya Chapter 11
Share Your Love

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *