IiNdumiso Chapter 98

For English

Read IiNdumiso Chapter 98 Online

Read IiNdumiso Chapter 98 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of IiNdumiso in the Old Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of IiNdumiso and the Holy Bible online.

Choose a Chapter

IiNdumiso 98

Isahluko 98

1. Umhobe. Vumani kuYehova ingoma entsha, Ngokuba wenze imisebenzi ebalulekileyo; Simzuzele uloyiso isandla sakhe sokunene, nengalo yakhe engcwele.

2. Ulwazisile uYehova usindiso lwakhe, Ubutyhilile emehlweni eentlanga ubulungisa bakhe.

3. Ukhumbule inceba yakhe nokunyanisa kwakhe kwindlu kaSirayeli; Zilubonile zonke iziphelo zehlabathi usindiso loThixo wethu.

4. Dumani kuYehova, nonke hlabathi, Gqobhokelani ekumemeleleni, nibethe uhadi.

5. Mbetheleni uhadi uYehova, Uhadi nelizwi lengoma;

6. Ngamaxilongo nezwi lesigodlo Dumani phambi koKumkani uYehova.

7. Malugqume ulwandle nenzaliseko yalo, Elimiweyo nabemi balo.

8. Imilambo mayibethe izandla, Zimemelele kunye iintaba

9. Phambi koYehova, ngokuba esiza kugweba ihlabathi. Uya kuligweba elimiweyo ngobulungisa, Izizwe ngokuthe tye.

About IiNdumiso Chapter 98

Read IiNdumiso Chapter 98 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of IiNdumiso in the Old Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.

Book Information

Book: IiNdumiso
Chapter: 98
Testament: Old Testament

How to Read this Chapter

Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading IiNdumiso. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.

https://www.youtube.com/watch?v=rzsT_Q3KLzE

More Resources

Continue Reading the Bible

Continue reading IiNdumiso Chapter 98 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.

Frequently Asked Questions

What is IiNdumiso Chapter 98?

IiNdumiso Chapter 98 is part of the Book of IiNdumiso in the Holy Bible.

Can I read this chapter online?

Yes. You can read the complete IiNdumiso Chapter 98 online for free with easy chapter navigation.

More Chapters from iindumiso

  1. IiNdumiso Chapter 1
  2. IiNdumiso Chapter 3
  3. IiNdumiso Chapter 2
  4. IiNdumiso Chapter 14
  5. IiNdumiso Chapter 13
  6. IiNdumiso Chapter 7
  7. IiNdumiso Chapter 11

Explore More from ITestamente Endala

  1. IGenesis Chapter 27
  2. UYobhi Chapter 41
  3. 1 YeziKronike Chapter 26
  4. IiNdumiso Chapter 139
  5. 2 YooKumkani Chapter 11
  6. AbaGwebi Chapter 7
  7. UHezekile Chapter 7

Related Chapters & Readings

  1. UHezekile Chapter 30
  2. KwabaseFilipi Chapter 1
  3. 1 KwabaseKorinte Chapter 3
  4. 2 KwabaseTesalonika Chapter 1
  5. IiNdumiso Chapter 142
  6. 2 KaSamuweli Chapter 24
  7. UYohane Chapter 10
Share Your Love

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *