IiNdumiso Chapter 47

For English

Read IiNdumiso Chapter 47 Online

Read IiNdumiso Chapter 47 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of IiNdumiso in the Old Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of IiNdumiso and the Holy Bible online.

Choose a Chapter

IiNdumiso 47

Isahluko 47

1. Kumongameli; eyoonyana bakaKora. Umhobe. Nonke zizwe, bethani izandla, Dumani kuThixo ngezwi lokumemelela.

2. Ngokuba uYehova Osenyangweni uyoyikeka; Ngukumkani omkhulu ehlabathini lonke.

3. Uzikhandanisela phantsi kwethu izizwe, Izizwe phantsi kweenyawo zethu.

4. Usinyulela ilifa lethu, Iqhayiya likaYakobi awamthandayo. (Phakamisani.)

5. UThixo unyukile, kudunywa; Unyukile uYehova, kuhlokoma isigodlo.

6. Mbetheleni uhadi uThixo, mbetheleni, Mbetheleni uhadi uKumkani wethu, mbetheleni!

7. Ngokuba uKumkani wehlabathi lonke nguThixo; Mbetheleni ngeyokuqiqa.

8. UThixo nguKumkani weentlanga; UThixo uhleli etroneni yakhe engcwele.

9. Amanene ezizwe ahlanganisene, Abantu boThixo ka-Abraham; Ngokuba iingweletshetshe zehlabathi zezikaThixo; Unyusiwe kakhulu yena.

About IiNdumiso Chapter 47

Read IiNdumiso Chapter 47 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of IiNdumiso in the Old Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.

Book Information

Book: IiNdumiso
Chapter: 47
Testament: Old Testament

How to Read this Chapter

Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading IiNdumiso. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.

https://www.youtube.com/watch?v=rzsT_Q3KLzE

More Resources

Continue Reading the Bible

Continue reading IiNdumiso Chapter 47 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.

Frequently Asked Questions

What is IiNdumiso Chapter 47?

IiNdumiso Chapter 47 is part of the Book of IiNdumiso in the Holy Bible.

Can I read this chapter online?

Yes. You can read the complete IiNdumiso Chapter 47 online for free with easy chapter navigation.

More Chapters from iindumiso

  1. IiNdumiso Chapter 1
  2. IiNdumiso Chapter 2
  3. IiNdumiso Chapter 146
  4. IiNdumiso Chapter 102
  5. IiNdumiso Chapter 94
  6. IiNdumiso Chapter 58
  7. IiNdumiso Chapter 13

Explore More from ITestamente Endala

  1. IiNdumiso Chapter 58
  2. 1 KaSamuweli Chapter 26
  3. 1 YeziKronike Chapter 3
  4. 1 YooKumkani Chapter 10
  5. ILevitikus Chapter 26
  6. IiNdumiso Chapter 113
  7. IGenesis Chapter 14

Related Chapters & Readings

  1. ILevitikus Chapter 23
  2. UYeremiya Chapter 48
  3. INgoma yazo iiNgoma Chapter 2
  4. UZekariya Chapter 9
  5. 2 KwabaseKorinte Chapter 4
  6. ILevitikus Chapter 2
  7. 2 KaPetros Chapter 3
Share Your Love

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *