Read IiNdumiso Chapter 67 Online
Read IiNdumiso Chapter 67 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of IiNdumiso in the Old Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of IiNdumiso and the Holy Bible online.
Choose a Chapter
IiNdumiso 67
Isahluko 67
1. Kumongameli; eyokubethelwa ngezinto ezineentambo. Umhobe. Ingoma. Ngamana uThixo wasibabala, wasisikelela, Wabukhanyisa ubuso bakhe kuthi; (Phakamisani.)
2. Ukuze yaziwe ehlabathini indlela yakho, Usindiso lwakho ezintlangeni zonke.
3. Ngamana zabulela izizwe kuwe, Thixo, Zabulela izizwe kuwe zonke ziphela;
4. Zavuya zamemelela izizwe: Ngokuba uya kugweba phakathi kwezizwe ngokuthe tye, Uzikhaphe izizwe ehlabathini. (Phakamisani.)
5. Ngamana zabulela izizwe kuwe, Thixo, Zabulela izizwe kuwe zonke ziphela.
6. Umhlaba uyivelisile indyebo yawo; Uya kusisikelela uThixo, uThixo wethu;
7. Uya kusisikelela uThixo, Zimoyike zonke iziphelo zehlabathi.
About IiNdumiso Chapter 67
Read IiNdumiso Chapter 67 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of IiNdumiso in the Old Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.
Book Information
Book: IiNdumiso
Chapter: 67
Testament: Old Testament
How to Read this Chapter
Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading IiNdumiso. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.
More Resources
Continue Reading the Bible
Continue reading IiNdumiso Chapter 67 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.
Frequently Asked Questions
What is IiNdumiso Chapter 67?
IiNdumiso Chapter 67 is part of the Book of IiNdumiso in the Holy Bible.
Can I read this chapter online?
Yes. You can read the complete IiNdumiso Chapter 67 online for free with easy chapter navigation.
More Chapters from iindumiso
- IiNdumiso Chapter 1
- IiNdumiso Chapter 2
- IiNdumiso Chapter 3
- IiNdumiso Chapter 146
- IiNdumiso Chapter 131
- IiNdumiso Chapter 102
- IiNdumiso Chapter 58
Explore More from ITestamente Endala
- IDuteronomi Chapter 25
- UYobhi Chapter 1
- UDaniyeli Chapter 3
- UHezekile Chapter 35
- UEstere Chapter 6
- UHezekile Chapter 26
- INumeri Chapter 15