Read IiNdumiso Chapter 137 Online
Read IiNdumiso Chapter 137 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of IiNdumiso in the Old Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of IiNdumiso and the Holy Bible online.
Choose a Chapter
IiNdumiso 137
Isahluko 137
1. NgaseMilanjeni yaseBhabheli Sahlala phantsi khona, salila, Sakuyikhumbula iZiyon.
2. Emingculubeni phakathi kwayo Sazixhoma khona iihadi zethu.
3. Ngokuba khona apho abathimbi bethu basibiza Izango zengoma; Abathuthumbisi bethu basibiza uvuyo, Besithi, Sivumeleni ingoma yaseZiyon.
4. Singathini na ukuvuma ingoma kaYehova Emhlabeni wolunye uhlanga?
5. Ukuba ndithe ndakulibala, Yerusalem, Masinyele isandla sam sokunene.
6. Ulwimi lwam malunamathele ekhuhlangubeni lam, Ukuba andithanga ndikukhumbule; Ukuba andithanga ndiyinyuse iYerusalem Ngaphezu kwemivuyo yam yonke.
7. Bakhumbule, Yehova, oonyana bakaEdom, Umhla weYerusalem, Abo bathi, Yidilizeni, yidilizeni Kuse elusekweni lwayo.
8. Ntombi inguBhabheli, wena unyashiweyo; Hayi, uyolo lwalowo ukubuyekezayo ukuphatha kwakho Osiphethe ngako!
9. Hayi, uyolo lwalowo ubabambayo abahlekeze abantwana bakho Engxondorheni!
About IiNdumiso Chapter 137
Read IiNdumiso Chapter 137 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of IiNdumiso in the Old Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.
Book Information
Book: IiNdumiso
Chapter: 137
Testament: Old Testament
How to Read this Chapter
Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading IiNdumiso. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.
More Resources
Continue Reading the Bible
Continue reading IiNdumiso Chapter 137 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.
Frequently Asked Questions
What is IiNdumiso Chapter 137?
IiNdumiso Chapter 137 is part of the Book of IiNdumiso in the Holy Bible.
Can I read this chapter online?
Yes. You can read the complete IiNdumiso Chapter 137 online for free with easy chapter navigation.
More Chapters from iindumiso
- IiNdumiso Chapter 1
- IiNdumiso Chapter 2
- IiNdumiso Chapter 146
- IiNdumiso Chapter 102
- IiNdumiso Chapter 58
- IiNdumiso Chapter 13
- IiNdumiso Chapter 3
Explore More from ITestamente Endala
- ILevitikus Chapter 20
- IiNdumiso Chapter 74
- 1 YeziKronike Chapter 8
- 1 YeziKronike Chapter 19
- 2 YeziKronike Chapter 2
- IiNdumiso Chapter 77
- INumeri Chapter 27