Read IiNdumiso Chapter 95 Online
Read IiNdumiso Chapter 95 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of IiNdumiso in the Old Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of IiNdumiso and the Holy Bible online.
Choose a Chapter
IiNdumiso 95
Isahluko 95
1. Yizani simemelele kuYehova, Sidume kwiliwa lokusindiswa kwethu.
2. Masize phambi kobuso bakhe sinombulelo, Masidume kuye ngeengoma.
3. Ngokuba uThixo omkhulu nguYehova, NguKumkani omkhulu ngaphezu koothixo bonke.
4. Uzisesandleni sakhe iingontsingontsi zehlabathi, Neencopho zeentaba zezakhe.
5. Ulolwakhe ulwandle, nguyena walwenzayo; Nomhlaba owomileyo zawubumba izandla zakhe.
6. Yizani, masiqubude, siguqe, Sithobe phambi koYehova umenzi wethu.
7. Ngokuba nguThixo wethu yena, Thina ke singabantu bokwaluswa nguye, nezimvu zesandla sakhe. Namhla, ukuba ninokuliva izwi lakhe,
8. Musani ukuyenza lukhuni intliziyo yenu, njengaseMeribha, Njengemini yaseMasa entlango;
9. Oko bandilingayo ooyihlo. Bandicikida, bewubona umsebenzi wam.
10. Iminyaka yaba ngamashumi amane ndikruqukile sesi sizukulwana, Ndathi, Ngabantu abantliziyo zindwendwayo, Abazazi iindlela zam bona;
11. Endada ndafunga ndinomsindo, ukuthi, Inene, abasayi kungena ekuphumleni kwam.
About IiNdumiso Chapter 95
Read IiNdumiso Chapter 95 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of IiNdumiso in the Old Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.
Book Information
Book: IiNdumiso
Chapter: 95
Testament: Old Testament
How to Read this Chapter
Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading IiNdumiso. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.
More Resources
Continue Reading the Bible
Continue reading IiNdumiso Chapter 95 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.
Frequently Asked Questions
What is IiNdumiso Chapter 95?
IiNdumiso Chapter 95 is part of the Book of IiNdumiso in the Holy Bible.
Can I read this chapter online?
Yes. You can read the complete IiNdumiso Chapter 95 online for free with easy chapter navigation.
More Chapters from iindumiso
- IiNdumiso Chapter 1
- IiNdumiso Chapter 2
- IiNdumiso Chapter 146
- IiNdumiso Chapter 102
- IiNdumiso Chapter 94
- IiNdumiso Chapter 58
- IiNdumiso Chapter 13
Explore More from ITestamente Endala
- IiNdumiso Chapter 21
- 1 YooKumkani Chapter 19
- 1 YeziKronike Chapter 10
- INumeri Chapter 20
- ImiZekeliso Chapter 5
- UHezekile Chapter 4
- UHezekile Chapter 35