Read IiNdumiso Chapter 128 Online
Read IiNdumiso Chapter 128 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of IiNdumiso in the Old Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of IiNdumiso and the Holy Bible online.
Choose a Chapter
IiNdumiso 128
Isahluko 128
1. Ingoma yezinyuko. Hayi, uyolo lwabantu bonke abamoyikayo uYehova, Abahamba ngeendlela zakhe!
2. Ukuxelenga kwezandla zakho inene uya kukudla, Uya kuba noyolo wena, kulunge kuwe.
3. Umkakho woba njengomdiliya oqhamayo Endlwini yakho ngaphakathi; Oonyana bakho babe njengezithole zomnquma Ngeenxa zonke esithebeni sakho.
4. Yabona, unjalo ukusikelelwa umfo Omoyikayo uYehova.
5. Makakusikelele uYehova eZiyon. Uyibone iYerusalem inenyhweba Yonke imihla yobomi bakho;
6. Ubone abantwana babantwana bakho. Malube luxolo kuSirayeli.
About IiNdumiso Chapter 128
Read IiNdumiso Chapter 128 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of IiNdumiso in the Old Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.
Book Information
Book: IiNdumiso
Chapter: 128
Testament: Old Testament
How to Read this Chapter
Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading IiNdumiso. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.
More Resources
Continue Reading the Bible
Continue reading IiNdumiso Chapter 128 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.
Frequently Asked Questions
What is IiNdumiso Chapter 128?
IiNdumiso Chapter 128 is part of the Book of IiNdumiso in the Holy Bible.
Can I read this chapter online?
Yes. You can read the complete IiNdumiso Chapter 128 online for free with easy chapter navigation.
More Chapters from iindumiso
- IiNdumiso Chapter 1
- IiNdumiso Chapter 2
- IiNdumiso Chapter 3
- IiNdumiso Chapter 146
- IiNdumiso Chapter 102
- IiNdumiso Chapter 58
- IiNdumiso Chapter 13
Explore More from ITestamente Endala
- 1 KaSamuweli Chapter 1
- UYoshuwa Chapter 13
- UNehemiya Chapter 5
- IiNdumiso Chapter 71
- UDaniyeli Chapter 10
- UHezekile Chapter 17
- UIsaya Chapter 13