IiNdumiso Chapter 4

For English

Read IiNdumiso Chapter 4 Online

Read IiNdumiso Chapter 4 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of IiNdumiso in the Old Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of IiNdumiso and the Holy Bible online.

Choose a Chapter

IiNdumiso 4

Isahluko 4

1. Umhobe kaDavide, ekubalekeni kwakhe kuAbhisalom unyana wakhe. Yehova, hayi, ukuba baninzi kwabandibandezelayo! Baninzi abasukela phezulu kum.

2. Baninzi abathi kumphefumlo wam, Akunalusindiso kuThixo. (Phakamisani.)

3. Ke wena, Yehova, uyingweletshetshe kum, Uluzuko lwam, umphakamisi wentloko yam.

4. Ndidanduluka kuYehova ngezwi lam, Andiphendule entabeni yakhe engcwele. (Phakamisani.)

5. Ndalala phantsi, ndalala ubuthongo; Ndavuka, ngokuba uYehova endixhasa.

6. Andizoyiki izigidi zabantu Abakhe uluhlu lokulwa ngeenxa zonke kum.

7. Khawusuk’ ume, Yehova; ndisindise, Thixo wam; Ngokuba uzibetha zonke iintshaba zam emhlathini; Amazinyo abangendawo uyawaphula.

8. Usindiso lolukaYehova: Mayibe phezu kwabantu bakho intsikelelo yakho. (Phakamisani.)

About IiNdumiso Chapter 4

Read IiNdumiso Chapter 4 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of IiNdumiso in the Old Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.

Book Information

Book: IiNdumiso
Chapter: 4
Testament: Old Testament

How to Read this Chapter

Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading IiNdumiso. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.

https://www.youtube.com/watch?v=rzsT_Q3KLzE

More Resources

Continue Reading the Bible

Continue reading IiNdumiso Chapter 4 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.

Frequently Asked Questions

What is IiNdumiso Chapter 4?

IiNdumiso Chapter 4 is part of the Book of IiNdumiso in the Holy Bible.

Can I read this chapter online?

Yes. You can read the complete IiNdumiso Chapter 4 online for free with easy chapter navigation.

More Chapters from iindumiso

  1. IiNdumiso Chapter 1
  2. IiNdumiso Chapter 2
  3. IiNdumiso Chapter 146
  4. IiNdumiso Chapter 102
  5. IiNdumiso Chapter 94
  6. IiNdumiso Chapter 58
  7. IiNdumiso Chapter 13

Explore More from ITestamente Endala

  1. IEksodus Chapter 5
  2. 2 YeziKronike Chapter 26
  3. UYeremiya Chapter 16
  4. UIsaya Chapter 50
  5. UYeremiya Chapter 4
  6. UHezekile Chapter 45
  7. UYeremiya Chapter 6

Related Chapters & Readings

  1. ILevitikus Chapter 5
  2. KumaGalati Chapter 2
  3. UYeremiya Chapter 2
  4. UYeremiya Chapter 27
  5. UYohane Chapter 20
  6. INumeri Chapter 26
  7. 2 KuTimoti Chapter 4
Share Your Love

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *