IiNdumiso Chapter 112

For English

Read IiNdumiso Chapter 112 Online

Read IiNdumiso Chapter 112 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of IiNdumiso in the Old Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of IiNdumiso and the Holy Bible online.

Choose a Chapter

IiNdumiso 112

Isahluko 112

1. Haleluya! Hayi, uyolo lomntu omoyikayo uYehova, Oyinoneleleyo kunene imithetho yakhe!

2. Iya kuba nobugorha ehlabathini imbewu yakhe; Isizukulwana sabathe tye sisikelelwe.

3. Bubuncwane nobutyebi endlwini yakhe; Ubulungisa bakhe buhlala bumi.

4. Baphunyelwa kukukhanya ebumnyameni abathe tye, Benobabalo, nemfesane, nobulungisa.

5. Unoyolo umntu obabalayo, aboleke; Uya kuyimisa intetho yakhe ematyaleni.

6. Ngokuba akayi kushukunyiswa naphakade; Uya kuba lilungisa elikhunjulwa ngonaphakade.

7. Akoyikiswa ziindaba ezimbi; Iqinisekile intliziyo yakhe, ikholose ngoYehova.

8. Izimasekile intliziyo yakhe, akoyiki; Uya kuda ababonele ababandezeli bakhe.

9. Uyahlakaza, upha amahlwempu; Ubulungisa bakhe buhlala bumi, Uphondo lwakhe luphakamile, lunozuko.

10. Ongendawo yena uya kukubona, aqumbe, Atshixize amazinyo, anyibilike; Umnqweno wongendawo uyadaka.

About IiNdumiso Chapter 112

Read IiNdumiso Chapter 112 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of IiNdumiso in the Old Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.

Book Information

Book: IiNdumiso
Chapter: 112
Testament: Old Testament

How to Read this Chapter

Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading IiNdumiso. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.

https://www.youtube.com/watch?v=rzsT_Q3KLzE

More Resources

Continue Reading the Bible

Continue reading IiNdumiso Chapter 112 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.

Frequently Asked Questions

What is IiNdumiso Chapter 112?

IiNdumiso Chapter 112 is part of the Book of IiNdumiso in the Holy Bible.

Can I read this chapter online?

Yes. You can read the complete IiNdumiso Chapter 112 online for free with easy chapter navigation.

More Chapters from iindumiso

  1. IiNdumiso Chapter 1
  2. IiNdumiso Chapter 2
  3. IiNdumiso Chapter 146
  4. IiNdumiso Chapter 102
  5. IiNdumiso Chapter 3
  6. IiNdumiso Chapter 131
  7. IiNdumiso Chapter 58

Explore More from ITestamente Endala

  1. IiNdumiso Chapter 77
  2. UEzra Chapter 7
  3. IiNdumiso Chapter 121
  4. UIsaya Chapter 22
  5. IiNdumiso Chapter 127
  6. IiNdumiso Chapter 138
  7. UYeremiya Chapter 11

Related Chapters & Readings

  1. AbaGwebi Chapter 13
  2. ILevitikus Chapter 1
  3. ILevitikus Chapter 14
  4. IiNdumiso Chapter 150
  5. UHezekile Chapter 12
  6. 1 YeziKronike Chapter 10
  7. UIsaya Chapter 12
Share Your Love

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *