Read IiNdumiso Chapter 125 Online
Read IiNdumiso Chapter 125 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of IiNdumiso in the Old Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of IiNdumiso and the Holy Bible online.
Choose a Chapter
IiNdumiso 125
Isahluko 125
1. Ingoma yezinyuko. Abo bakholosa ngoYehova banjengentaba yaseZiyon: Ayishukumi, ihleli ngonaphakade.
2. IYerusalem ijikelezwe ziintaba; Ke uYehova ubajikelezile naye abantu bakhe, Kususela ngoku kude kuse ephakadeni.
3. Ngokuba ayiyi kuhlala intonga yokungendawo elifeni lamalungisa, Ukuze amalungisa angazisi ebugqwetheni izandla zawo.
4. Yehova, yenza okulungileyo kwabalungileyo, Kwabathe tye ezintliziyweni zabo.
5. Ke bona abathi gu bucala ngeendlela zabo ezimagoso-goso, UYehova makabemkise, kunye nabasebenzi bobutshinga. Malube luxolo kuSirayeli.
About IiNdumiso Chapter 125
Read IiNdumiso Chapter 125 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of IiNdumiso in the Old Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.
Book Information
Book: IiNdumiso
Chapter: 125
Testament: Old Testament
How to Read this Chapter
Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading IiNdumiso. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.
More Resources
Continue Reading the Bible
Continue reading IiNdumiso Chapter 125 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.
Frequently Asked Questions
What is IiNdumiso Chapter 125?
IiNdumiso Chapter 125 is part of the Book of IiNdumiso in the Holy Bible.
Can I read this chapter online?
Yes. You can read the complete IiNdumiso Chapter 125 online for free with easy chapter navigation.
More Chapters from iindumiso
- IiNdumiso Chapter 1
- IiNdumiso Chapter 2
- IiNdumiso Chapter 146
- IiNdumiso Chapter 102
- IiNdumiso Chapter 94
- IiNdumiso Chapter 58
- IiNdumiso Chapter 13
Explore More from ITestamente Endala
- IiNdumiso Chapter 118
- IiNdumiso Chapter 97
- UYoshuwa Chapter 23
- IEksodus Chapter 22
- 1 YooKumkani Chapter 10
- UYeremiya Chapter 39
- IGenesis Chapter 1