IiNdumiso Chapter 96

For English

Read IiNdumiso Chapter 96 Online

Read IiNdumiso Chapter 96 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of IiNdumiso in the Old Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of IiNdumiso and the Holy Bible online.

Choose a Chapter

IiNdumiso 96

Isahluko 96

1. Vumani kuYehova ingoma entsha, Vumani kuYehova, nonke hlabathi.

2. Vumani kuYehova, bongani igama lakhe, Shumayelani iimini ngeemini iindaba ezilungileyo zosindiso lwakhe.

3. Balisani ezintlangeni uzuko lwakhe, Balisani ezizweni zonke imisebenzi yakhe ebalulekileyo;

4. Ngokuba mkhulu uYehova, engowokudunyiswa kunene; Uyoyikeka yena ngaphezu koothixo bonke.

5. Ngokuba bonke oothixo bezizwe abanto zanto; UYehova yena wenza amazulu.

6. Yindili nobungangamela phambi kwakhe, Ngamandla nokuhomba engcweleni yakhe.

7. Mnikeni uYehova, nina mizalwane yezizwe, Mnikeni uYehova uzuko namandla;

8. Mnikeni uYehova uzuko lwegama lakhe; Thwalani umnikelo, nize ezintendelezweni zakhe.

9. Mnquleni uYehova, nivethe ezingcwele, Thuthumelani phambi kwakhe, nonke hlabathi.

10. Yithini ezintlangeni, UYehova ngukumkani, Liya kuzinza ngoko elimiweyo, lingashukumi, Uya kugweba phakathi kwezizwe ngokuthe tye.

11. Liya kuvuya izulu, Ligcobe ihlabathi; Luya kugquma ulwandle, nenzaliseko yalo.

12. Liya kudlamka ilizwe, nento yonke ekulo, Ize imemelele yonke imithi yehlathi

13. Phambi koYehova, ngokuba esiza, Ngokuba esiza kugweba ihlabathi. Uya kuligweba elimiweyo ngobulungisa, Nezizwe ngokunyanisa kwakhe.

About IiNdumiso Chapter 96

Read IiNdumiso Chapter 96 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of IiNdumiso in the Old Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.

Book Information

Book: IiNdumiso
Chapter: 96
Testament: Old Testament

How to Read this Chapter

Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading IiNdumiso. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.

https://www.youtube.com/watch?v=rzsT_Q3KLzE

More Resources

Continue Reading the Bible

Continue reading IiNdumiso Chapter 96 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.

Frequently Asked Questions

What is IiNdumiso Chapter 96?

IiNdumiso Chapter 96 is part of the Book of IiNdumiso in the Holy Bible.

Can I read this chapter online?

Yes. You can read the complete IiNdumiso Chapter 96 online for free with easy chapter navigation.

More Chapters from iindumiso

  1. IiNdumiso Chapter 1
  2. IiNdumiso Chapter 2
  3. IiNdumiso Chapter 146
  4. IiNdumiso Chapter 102
  5. IiNdumiso Chapter 94
  6. IiNdumiso Chapter 58
  7. IiNdumiso Chapter 13

Explore More from ITestamente Endala

  1. UHezekile Chapter 33
  2. UIsaya Chapter 12
  3. UYobhi Chapter 28
  4. UYeremiya Chapter 52
  5. INumeri Chapter 33
  6. 2 YeziKronike Chapter 12
  7. IGenesis Chapter 30

Related Chapters & Readings

  1. UYohane Chapter 8
  2. UIsaya Chapter 21
  3. UYeremiya Chapter 37
  4. UYohane Chapter 5
  5. IDuteronomi Chapter 26
  6. UHoseya Chapter 14
  7. UEstere Chapter 5
Share Your Love

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *