EcclesiastesImiZekeliso Chapter 8

For English

Read EcclesiastesImiZekeliso Chapter 8 Online

Read EcclesiastesImiZekeliso Chapter 8 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of EcclesiastesImiZekeliso in the Old Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of EcclesiastesImiZekeliso and the Holy Bible online.

Choose a Chapter

EcclesiastesImiZekeliso 8

Isahluko 8

1. Ngubani na onjengesilumko esi? Ngubani na okwaziyo ukuconjululwa kwendawo? Ubulumko bomntu bukhanyisa ubuso bakhe, buguqulwe ubungwanyalala bobuso bakhe.

2. Mna ndithi, Umthetho wokumkani wugcine, ngenxa yesifungo sikaThixo.

3. Musa ukukungxamela ukumka ebusweni bakhe; ungangeni kwiyelenqe; ngokuba into yonke ayinanzileyo uyayenza.

4. Ekubeni ilizwi lokumkani linegunya, ngubani na onokuthi kuye, Wenza ntoni na?

5. Ogcina umthetho akazi nto imbi; intliziyo yesilumko iyalazi ixesha nesi gwebo;

6. ngokuba yonke imicimbi inexesha nesigwebo; ngokuba ububi bomntu buba buninzi phezu kwakhe;

7. ngokuba engayazi into eya kubakho. Ngokuba ngubani na onokumxelela njengoko kuya kuba njalo?

8. Akukho mntu unokuwugunyazela umoya, awuthintele umoya; akukho unokuyigunyazela imini yokufa; akukho kukhululeka kuloo mfazwe; okungendawo akunakubasiza abaniniko.

9. Le nto yonke ndiyibonile, ndayinikela intliziyo yam kwizenzo zonke ezenziwayo phantsi kwelanga, ngexesha athi umntu agunyazele umntu, kube kubi kuye.

10. Ekubeni kunjalo, ndibone abangendawo bengcwatywa, begoduka; besithi endaweni engcwele bemke abo benze okulungileyo, balityalwe kuloo mzi.

11. Kwanaloo nto ingamampunge. Ekubeni isigwebo singawiswa kamsinyane emsebenzini ombi, ngenxa yoko intliziyo yoonyana babantu izele ngaphakathi kwabo kukwenza okubi.

12. Nakubeni umoni esenza okubi izihlandlo ezilikhulu, ayolule imihla yakhe, noko ndiyazi ukuba kuya kulunga kwabamoyikayo uThixo, kwaboyikayo ebusweni bakhe;

13. kungalungi kongendawo, angayoluli imihla yakhe, njengethunzi; ekubeni engoyiki ebusweni bukaThixo.

14. Kukho amampunge enzekayo ehlabathini: ukuba kukho amalungisa ahlelwa ngokokwenza kwabangendawo; kukho nabangendawo abahlelwa ngokokwenza kwamalungisa; ndathi, kwanaloo nto ingamampunge.

15. Ndaluncoma ke mna uvuyo, ngokuba kungekho nto imlungeleyo umntu phantsi kwelanga, ngaphezu kokuba adle, asele, avuye; loo nto ithane mbende naye emigudwini yakhe, ngemihla yobomi bakhe amnikayo uThixo phantsi kwelanga.

16. Xeshikweni ndayinikelayo intliziyo yam ukuba ndibazi ubulumko, ndiwubone umzamo owenzekayo ehlabathini (ngokuba nasemini nasebusuku ababoni buthongo ngamehlo abo),

17. ndasibona ke sonke isenzo sikaThixo, ukuba akanako umntu ukusifumana isenzo eso senzekayo phantsi kwelanga; nakubeni umntu esaphuka ukusifuna, akasifumani. Nokuba sithe isilumko safuna ukwazi, asinakufumana.

About EcclesiastesImiZekeliso Chapter 8

Read EcclesiastesImiZekeliso Chapter 8 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of EcclesiastesImiZekeliso in the Old Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.

Book Information

Book: EcclesiastesImiZekeliso
Chapter: 8
Testament: Old Testament

How to Read this Chapter

Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading EcclesiastesImiZekeliso. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.

https://www.youtube.com/watch?v=rzsT_Q3KLzE

More Resources

Continue Reading the Bible

Continue reading EcclesiastesImiZekeliso Chapter 8 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.

Frequently Asked Questions

What is EcclesiastesImiZekeliso Chapter 8?

EcclesiastesImiZekeliso Chapter 8 is part of the Book of EcclesiastesImiZekeliso in the Holy Bible.

Can I read this chapter online?

Yes. You can read the complete EcclesiastesImiZekeliso Chapter 8 online for free with easy chapter navigation.

More Chapters from ecclesiastesimizekeliso

  1. EcclesiastesImiZekeliso Chapter 1
  2. EcclesiastesImiZekeliso Chapter 2
  3. EcclesiastesImiZekeliso Chapter 7
  4. EcclesiastesImiZekeliso Chapter 3
  5. EcclesiastesImiZekeliso Chapter 9
  6. EcclesiastesImiZekeliso Chapter 12
  7. EcclesiastesImiZekeliso Chapter 11

Explore More from ITestamente Endala

  1. IiNdumiso Chapter 130
  2. 2 YeziKronike Chapter 27
  3. IiNdumiso Chapter 42
  4. 1 YeziKronike Chapter 29
  5. UHoseya Chapter 2
  6. ImiZekeliso Chapter 14
  7. IEksodus Chapter 6

Related Chapters & Readings

  1. 2 KwabaseKorinte Chapter 13
  2. UDaniyeli Chapter 11
  3. UEzra Chapter 9
  4. 2 YooKumkani Chapter 2
  5. IGenesis Chapter 14
  6. IiNdumiso Chapter 53
  7. IGenesis Chapter 37
Share Your Love

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *