Read UMalaki Chapter 4 Online
Read UMalaki Chapter 4 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of UMalaki in the Old Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of UMalaki and the Holy Bible online.
Choose a Chapter
UMalaki 4
Isahluko 4
1. Ngokuba, yabonani, iyeza imini evutha njengeziko; baya kuba ziindiza bonke abakhukhumali, nabenzi bonke bokungendawo, ibalenye loo mini izayo, utsho uYehova wemikhosi, ingabashiyeli ngcambu nasebe.
2. Ke kuni, nina baloyikayo igama lam, ilanga lobulungisa liya kuphuma, linophiliso emaphikweni alo. Niya kuphuma nidlobe, njengamankonyana asesitalini, nibaxovule abangendawo;
3. ngokuba baya kuba luthuthu phantsi kweentende zeenyawo zenu ngemini endikwenzayo oku; utsho uYehova wemikhosi.
4. Khumbulani umyalelo kaMoses, umkhonzi wam, endamwiselayo eHorebhe, ngokusingisele kumaSirayeli onke, imimiselo namasiko.
5. Yabonani, ndiya kuthumela kuni uEliya umprofeti, ingekafiki imini enkulu eyoyikekayo kaYehova.
6. Wobuyisela iintliziyo zooyise kubantwana, neentliziyo zabantwana kooyise, hleze ndize ndilichithe ilizwe ngokuliphanzisa.
About UMalaki Chapter 4
Read UMalaki Chapter 4 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of UMalaki in the Old Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.
Book Information
Book: UMalaki
Chapter: 4
Testament: Old Testament
How to Read this Chapter
Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading UMalaki. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.
More Resources
Continue Reading the Bible
Continue reading UMalaki Chapter 4 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.
Frequently Asked Questions
What is UMalaki Chapter 4?
UMalaki Chapter 4 is part of the Book of UMalaki in the Holy Bible.
Can I read this chapter online?
Yes. You can read the complete UMalaki Chapter 4 online for free with easy chapter navigation.
More Chapters from ITestamente Endala
- IiNdumiso Chapter 1
- IiNdumiso Chapter 3
- IiNdumiso Chapter 2
- IiNdumiso Chapter 14
- IiNdumiso Chapter 13
- IiNdumiso Chapter 7
- IiNdumiso Chapter 11