UZekariya Chapter 3

For English

Read UZekariya Chapter 3 Online

Read UZekariya Chapter 3 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of UZekariya in the Old Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of UZekariya and the Holy Bible online.

Choose a Chapter

UZekariya 3

Isahluko 3

1. Wandibonisa uYoshuwa umbingeleli omkhulu, emi phambi kwesithunywa sikaYehova, uSathana emi ngasekunene kwakhe, ukuze amchase.

2. Wathi uYehova kuSathana, UYehova makakukhalimele, Sathana; akukhalimele uYehova oyinyulileyo iYerusalem; lo akasikhuni esirholwe emlilweni na?

3. UYoshuwa ke ebambethe iingubo ezingcolileyo; wema ke phambi kwesithunywa.

4. Saphendula sathetha nabemiyo phambi kwaso, sathi, Zisuseni iingubo ezingcolileyo kuye. Sathi ke kuye, Yabona, ndibususile ubugwenxa bakho kuwe, ndikwambese ngezinqabileyo.

5. Ndathi ke, Mabambeke unkontsho oluhlambulukileyo entloko. Bambeka ke unkontsho oluhlambulukileyo entlokweni yakhe, bamambesa ngeengubo; saye isithunywa sikaYehova simi.

6. Isithunywa sikaYehova saqononondisa kuYoshuwa, sathi,

7. Utsho uYehova wemikhosi ukuthi, Ukuba uthe wahamba ngeendlela zam, ukuba uthe wasigcina isigxina sam, woyilawula wena indlu yam, wozigcina neentendelezo zam, ndikunike ukuhamba phakathi kwaba bemiyo apha.

8. Khawuphulaphule ke Yoshuwa, mbingeleli mkhulu, wena nabalingane bakho abahlala phambi kwakho; ngokuba ngamadoda asisimanga. Ngokuba, uyabona, ndiya kuzisa umkhonzi wam onguHlumelo.

9. Ngokuba nalo ilitye endalibeka phambi koYoshuwa; lityeni linye kobakho amehlo asixhenxe; yabona, ndikrola ukrolo lwalo, utsho uYehova wemikhosi, ndisuse ubugwenxa beli lizwe ngamini-nye.

10. Ngaloo mini, utsho uYehova wemikhosi, niya kubizelana phantsi komdiliya naphantsi komkhiwane.

About UZekariya Chapter 3

Read UZekariya Chapter 3 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of UZekariya in the Old Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.

Book Information

Book: UZekariya
Chapter: 3
Testament: Old Testament

How to Read this Chapter

Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading UZekariya. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.

https://www.youtube.com/watch?v=rzsT_Q3KLzE

More Resources

Continue Reading the Bible

Continue reading UZekariya Chapter 3 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.

Frequently Asked Questions

What is UZekariya Chapter 3?

UZekariya Chapter 3 is part of the Book of UZekariya in the Holy Bible.

Can I read this chapter online?

Yes. You can read the complete UZekariya Chapter 3 online for free with easy chapter navigation.

More Chapters from ITestamente Endala

  1. IiNdumiso Chapter 1
  2. IiNdumiso Chapter 3
  3. IiNdumiso Chapter 2
  4. IiNdumiso Chapter 14
  5. IiNdumiso Chapter 13
  6. IiNdumiso Chapter 7
  7. IiNdumiso Chapter 4

Explore More from uzekariya

  1. UZekariya Chapter 12
  2. UZekariya Chapter 9
  3. UZekariya Chapter 8
  4. UZekariya Chapter 4
  5. UZekariya Chapter 5
  6. UZekariya Chapter 11
  7. UZekariya Chapter 1

Related Chapters & Readings

  1. IZenzo Chapter 11
  2. ImiZekeliso Chapter 28
  3. IDuteronomi Chapter 28
  4. UIsaya Chapter 48
  5. 1 KaSamuweli Chapter 9
  6. IiNdumiso Chapter 121
  7. 1 YeziKronike Chapter 20
Share Your Love

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *