Read EcclesiastesImiZekeliso Chapter 10 Online
Read EcclesiastesImiZekeliso Chapter 10 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of EcclesiastesImiZekeliso in the Old Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of EcclesiastesImiZekeliso and the Holy Bible online.
Choose a Chapter
EcclesiastesImiZekeliso 10
Isahluko 10
1. Iimpukane ezifileyo zinukisa zibilise amafutha omqholi; ubudenge obuncinane bunzima kunobulumko nozuko.
2. Intliziyo yesilumko ingasekunene kwaso: intliziyo yesidenge ingasekhohlo kwaso.
3. Ewe, nasendleleni, xa sithe isidenge sahamba ngayo, siyayiswela intliziyo, sihambe sisithi kubantu bonke, Ndisisidenge.
4. Ukuba ukufutha komlawuli kuthe kwenyuka kwakuchasa, musa ukuyishiya indawo yakho; ngokuba ubulali buleleza izono ezikhulu.
5. Kukho ububi endibubonileyo phantsi kwelanga, obunjengokulahleka okuphuma konegunya:
6. ubudenge bunikwa iindawo eziphezulu ezinkulu, zibe izityebi zihleli kwiindawo eziphantsi.
7. Ke ndizibone izicaka zikhwele emahasheni, namatshawe ehamba phantsi ngeenyawo njengezicaka.
8. Omba isigingqi, angeyela kuso; ochitha uthango, inyoka ingamluma.
9. Omba amatye, angenzakala; ocanda iinkuni angaba semngciphekweni.
10. Ukuba intsimbi ithe yaba buthuntu, akalulola uhlangothi lwayo, wogonyela ngoko ngamandla; ke ubulumko buyanceda bulungise.
11. Ukuba inyoka ithe yaluma kungekho kukhafula, akabi nanzuzo umnyangi.
12. Amazwi omlomo wesilumko anokubabala; ke yona imilebe yomlomo wesidenge iginya kwasona.
13. Ingqalo, yamazwi omlomo waso bubudenge, nengqibo yomlomo waso bubugeza obubi.
14. Isidenge sandisa amazwi, engakwazi umntu okuya kubakho nokuya kubakho emva kwakhe, ngubani na onokumxelela?
15. Imigudu yezidenge iyazixhamla, ezingakwaziyo ukuya emzini.
16. Yeha, wena lizwe likumkani ungumntwana, limatshawe adla kwakusasa!
17. Hayi, uyolo lwakho, lizwe likumkani ungunyana wabanumzana, limatshawe adlayo ngexesha elililo, enobugorha, engenamithayi!
18. Ngobuvila iyabhena imiqadi; ngokuthamba kwezandla iyanetha indlu.
19. Benza isidlo ukuba bahleke, iwayini ivuyise ubomi; imali ilungele iinto zonke.
20. Musa ukumtshabhisa ukumkani, nasesazeleni sakho, ungasitshabhisi nesityebi ezingontsini zakho zokulala; ngokuba intaka yasendle yolihambisa elo zwi, nento enamaphiko iyixele loo ntetho.
About EcclesiastesImiZekeliso Chapter 10
Read EcclesiastesImiZekeliso Chapter 10 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of EcclesiastesImiZekeliso in the Old Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.
Book Information
Book: EcclesiastesImiZekeliso
Chapter: 10
Testament: Old Testament
How to Read this Chapter
Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading EcclesiastesImiZekeliso. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.
More Resources
Continue Reading the Bible
Continue reading EcclesiastesImiZekeliso Chapter 10 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.
Frequently Asked Questions
What is EcclesiastesImiZekeliso Chapter 10?
EcclesiastesImiZekeliso Chapter 10 is part of the Book of EcclesiastesImiZekeliso in the Holy Bible.
Can I read this chapter online?
Yes. You can read the complete EcclesiastesImiZekeliso Chapter 10 online for free with easy chapter navigation.
More Chapters from ecclesiastesimizekeliso
- EcclesiastesImiZekeliso Chapter 1
- EcclesiastesImiZekeliso Chapter 2
- EcclesiastesImiZekeliso Chapter 7
- EcclesiastesImiZekeliso Chapter 3
- EcclesiastesImiZekeliso Chapter 6
- EcclesiastesImiZekeliso Chapter 11
- EcclesiastesImiZekeliso Chapter 9
Explore More from ITestamente Endala
- INumeri Chapter 18
- IiNdumiso Chapter 134
- IiNdumiso Chapter 8
- IEksodus Chapter 15
- UYeremiya Chapter 47
- 1 YeziKronike Chapter 24
- IiNdumiso Chapter 56