Read UYobhi Chapter 17 Online
Read UYobhi Chapter 17 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of UYobhi in the Old Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of UYobhi and the Holy Bible online.
Choose a Chapter
UYobhi 17
Isahluko 17
1. Umoya wam wonakele, imihla yam icinyiwe, Into yam ngamangcwaba.
2. Inene ndiyinto abadlala ngayo, Neliso lam lilibele ziinkani zabo.
3. Khawubeke into, undimele; Ngubani na yena oya kubambana nam ngesandla?
4. Ngokuba intliziyo yabo uyifihlele ukuqiqa; Ngenxa yoko akuyi kubaphakamisa.
5. Unikela abahlobo ukuba babe ngamaxhoba, Amehlo abantwana bakhe aze aphelelwe.
6. Undimise ndaba ngumzekeliso ezizweni; Ndaba ngotshicelwa ebusweni.
7. Laza lanorhatyazo iliso lam kukukhathazeka; Amalungu am aba njengesithunzi onke ephela.
8. Bamangaliswa abathe tye yile nto; Omsulwa uyazixhokonxa ngenxa yentshembenxa.
9. Ke olilungisa ubambe indlela yakhe, Ozandla zihlambulukileyo uya ekhalipha.
10. Kodwa nina nonke, buyani, khanize; Andiyi kufumana silumko phakathi kwenu.
11. Imihla yam idlule, zijaciwe izigqibo zam, Amafa entliziyo yam.
12. Bathi ubusuku yimini; Ukukhanya kusondele, xa kuza kuba mnyama.
13. Ukuba ndithe ndathemba, ndithembe elabafileyo, indlu yam; Ndandlala umandlalo wam emnyameni;
14. Ukuba ndithe kukubola, Ungubawo; Ndathi kwimpethu, Unguma, ungudade wethu:
15. Liphi na ke ngoku ithemba lam? Ithemba lam, ngubani na owolibona?
16. Liya kuhla liye emivalweni yelabafileyo, Xa siphumla kunye eluthulini.
About UYobhi Chapter 17
Read UYobhi Chapter 17 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of UYobhi in the Old Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.
Book Information
Book: UYobhi
Chapter: 17
Testament: Old Testament
How to Read this Chapter
Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading UYobhi. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.
More Resources
Continue Reading the Bible
Continue reading UYobhi Chapter 17 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.
Frequently Asked Questions
What is UYobhi Chapter 17?
UYobhi Chapter 17 is part of the Book of UYobhi in the Holy Bible.
Can I read this chapter online?
Yes. You can read the complete UYobhi Chapter 17 online for free with easy chapter navigation.
More Chapters from ITestamente Endala
- UIsaya Chapter 1
- IGenesis Chapter 3
- ILevitikus Chapter 1
- UYoshuwa Chapter 10
- IEksodus Chapter 2
- EcclesiastesImiZekeliso Chapter 1
- IEksodus Chapter 1
Explore More from Uyobhi
- UYobhi Chapter 3
- UYobhi Chapter 39
- UYobhi Chapter 28
- UYobhi Chapter 11
- UYobhi Chapter 2
- UYobhi Chapter 40
- UYobhi Chapter 15