1 KwabaseKorinte Chapter 5

For English

Read 1 KwabaseKorinte Chapter 5 Online

Read 1 KwabaseKorinte Chapter 5 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of 1 KwabaseKorinte in the New Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of 1 KwabaseKorinte and the Holy Bible online.

Choose a Chapter

1 KwabaseKorinte 5

Isahluko 5

1. Kwandile ukuvakala ukuba kukho umbulo phakathi kwenu; ngumbulo ke lowo ongazanga ukhankanywe naphakathi kweentlanga, owokuba uthile abe nomfazi kayise.

2. Nibe ke nikhukhumele; ningabi kanye nikhedamile, ukuze anyothulwe phakathi kwenu lowo wenze loo ntlondi.

3. Kuba mna, ndingekho nje okunene ngesiqu, ndikho ngomoya; sendide ndamgweba oyenzileyo loo nto, njengokungathi ndikho;

4. ndathi, egameni leNkosi yethu uYesu Kristu (nakubon’ ukuba nihlanganisene nomoya wam, kunye nawo amandla eNkosi yethu uYesu Kristu),

5. makanikelwe onjalo kuSathana, ukuba inyama itshatyalaliswe, ukuze wona umoya usindiswe ngomhla weNkosi uYesu.

6. Iqhayiya lenu alilihle! Anazi na ukuba igwele elincinane libilisa intlama iphela?

7. Likhupheni ngoko kuthi tu igwele elidala, ukuze nibe yintlama entsha, ekubeni ningabangenagwele. Kuba nathi siyibingelelwe neyethu ipasika, enguKristu.

8. Ngoko ke ukwenza umthendeleko, masingawenzi sinegwele elidala, negwele lobubi, nelokungendawo; masiwenze sinezonka ezingenagwele, ezingenasibhidi, ezinenyaniso.

9. Ndanibhalela encwadini apho ukuthi, maningazidibanisi nabenza umbulo;

10. kodwa ningasenizahlula kanye kwabeli hlabathi abenza umbulo, nakumabawa, nabaphangi, nabakhonzi bezithixo; okanye beniya kumelwa kukuphuma ehlabathini.

11. Kungoku ke, ndinibhalela ukuba maningazidibanisi nosukuba enegama lokuba ngumzalwana, ukanti wenza umbulo, nokuba ulibawa, nokuba ungumkhonzi wezithixo, nokuba ungumtshabhisi, nokuba ulinxila, nokuba ungumphangi; ningakhe nidle nokudla nonjalo.

12. Ndinamsebenzi mni na ukuba ndigwebe nabangaphandle? Anigwebi abangaphakathi bodwa, yini na, nina?

13. Ke abangaphandle bagwetywa nguThixo. Ize nimnyothule kuni nina lowo ungendawo.

About 1 KwabaseKorinte Chapter 5

Read 1 KwabaseKorinte Chapter 5 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of 1 KwabaseKorinte in the New Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.

Book Information

Book: 1 KwabaseKorinte
Chapter: 5
Testament: New Testament

How to Read this Chapter

Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading 1 KwabaseKorinte. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.

https://www.youtube.com/watch?v=rzsT_Q3KLzE

More Resources

Continue Reading the Bible

Continue reading 1 KwabaseKorinte Chapter 5 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.

Frequently Asked Questions

What is 1 KwabaseKorinte Chapter 5?

1 KwabaseKorinte Chapter 5 is part of the Book of 1 KwabaseKorinte in the Holy Bible.

Can I read this chapter online?

Yes. You can read the complete 1 KwabaseKorinte Chapter 5 online for free with easy chapter navigation.

More Chapters from 1-kwabasekorinte

  1. 1 KwabaseKorinte Chapter 2
  2. 1 KwabaseKorinte Chapter 15
  3. 1 KwabaseKorinte Chapter 3
  4. 1 KwabaseKorinte Chapter 14
  5. 1 KwabaseKorinte Chapter 10
  6. 1 KwabaseKorinte Chapter 1
  7. 1 KwabaseKorinte Chapter 13

Explore More from ITestamente Entsha

  1. 1 KwabaseKorinte Chapter 10
  2. KwabaseRoma Chapter 13
  3. IsiTyhilelo Chapter 14
  4. KwabaseRoma Chapter 12
  5. IZenzo Chapter 10
  6. 1 KwabaseKorinte Chapter 1
  7. KumaGalati Chapter 3

Related Chapters & Readings

  1. UYobhi Chapter 10
  2. 2 KwabaseKorinte Chapter 2
  3. UYobhi Chapter 19
  4. UYobhi Chapter 14
  5. IZenzo Chapter 28
  6. UYeremiya Chapter 37
  7. 2 YeziKronike Chapter 26
Share Your Love

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *