2 KwabaseTesalonika Chapter 1

For English

Read 2 KwabaseTesalonika Chapter 1 Online

Read 2 KwabaseTesalonika Chapter 1 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of 2 KwabaseTesalonika in the New Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of 2 KwabaseTesalonika and the Holy Bible online.

Choose a Chapter

2 KwabaseTesalonika 1

Isahluko 1

1. UPawulos noSilvano noTimoti babhalela ibandla labaseTesalonika, elikuThixo uBawo wethu, neNkosi yethu uYesu Kristu;

2. bathi, Makube lubabalo kuni, noxolo oluvela kuThixo uBawo, neNkosi yethu uYesu Kristu.

3. Simelwe kukuhlala sibulela kuThixo ngenxa yenu, bazalwana, njengokuba kufanelekile, ngokuba lukhula ngokugqithiseleyo ukholo lwenu, lusanda uthandano lwenu nonke ngabanye;

4. ngokokude thina ngokwethu siqhayise ngani emabandleni kaThixo, ngenxa yonyamezelo lwenu, nokholo lwenu, ezintshutshisweni zenu zonke, nasezimbandezelweni enizinyamezelayo;

5. umbonakaliso ke lowo womgwebo onobulungisa kaThixo, ukuze nibalelwe ekuthini nibufanele ubukumkani bukaThixo, enithi ngenxa yabo nive nokuva ubunzima;

6. ukuba kanti yinto ebubulungisa kuThixo ukubabuyekeza ngembandezelo abanibandezelayo;

7. athi, nina babandezelwayo, anibuyekeze ngokuniphumza kunye nathi, ekutyhilekeni kweNkosi uYesu, ivela emazulwini inezithunywa zamandla ayo;

8. inomlilo odangazelayo, ibaphindezela abangamaziyo uThixo, nabangazilulameliyo iindaba ezilungileyo zeNkosi yethu uYesu Kristu;

9. bona abo baya kuva ukubethwa, intshabalalo engunaphakade ke leyo, bemke ebusweni beNkosi, nasebuqaqawulini bokomelela kwayo;

10. xa ithe yeza kuzukiswa kubangcwele bayo, imangaliseke kubo bonke abakholwayo (ngokuba nakholwa bubungqina bethu kuni), ngaloo mini.

11. Ngoko ke sihlala sithandaza nokuthandaza ngenxa yenu, ukuba uThixo wethu anibalele ekuthini nilufanele ubizo lwenu, azalise ngokunamandla konke ukukholiswa kukulunga, nomsebenzi wokholo;

12. ukuze lizukiswe igama leNkosi yethu uYesu Kristu kuni, nani nizukiswe kuye, ngokobabalo lukaThixo wethu, neNkosi yethu uYesu Kristu.

About 2 KwabaseTesalonika Chapter 1

Read 2 KwabaseTesalonika Chapter 1 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of 2 KwabaseTesalonika in the New Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.

Book Information

Book: 2 KwabaseTesalonika
Chapter: 1
Testament: New Testament

How to Read this Chapter

Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading 2 KwabaseTesalonika. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.

https://www.youtube.com/watch?v=rzsT_Q3KLzE

More Resources

Continue Reading the Bible

Continue reading 2 KwabaseTesalonika Chapter 1 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.

Frequently Asked Questions

What is 2 KwabaseTesalonika Chapter 1?

2 KwabaseTesalonika Chapter 1 is part of the Book of 2 KwabaseTesalonika in the Holy Bible.

Can I read this chapter online?

Yes. You can read the complete 2 KwabaseTesalonika Chapter 1 online for free with easy chapter navigation.

More Chapters from 2 Kwabasetesalonika

  1. 2 KwabaseTesalonika Chapter 3
  2. 2 KwabaseTesalonika Chapter 2

Explore More from ITestamente Entsha

  1. KwabaseEfese Chapter 2
  2. UMarko Chapter 7
  3. KwabaseRoma Chapter 10
  4. ULuka Chapter 7
  5. 1 KwabaseKorinte Chapter 3
  6. 1 KaPetros Chapter 5
  7. IsiTyhilelo Chapter 20

Related Chapters & Readings

  1. IiNdumiso Chapter 137
  2. 1 KwabaseTesalonika Chapter 2
  3. INumeri Chapter 15
  4. IGenesis Chapter 17
  5. 2 KuTimoti Chapter 2
  6. IGenesis Chapter 40
  7. 2 KwabaseKorinte Chapter 10
Share Your Love

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *