UAmos Chapter 7

For English

Read UAmos Chapter 7 Online

Read UAmos Chapter 7 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of UAmos in the Old Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of UAmos and the Holy Bible online.

Choose a Chapter

UAmos 7

Isahluko 7

1. Yenjenje ukundibonisa iNkosi uYehova: Yabona, idala imiqikela yeenkumbi ekuqalekeni kokuhluma kwesihlabane sotyani; naso isihlabane eso, emva kokusikelwa kokumkani ingca.

2. Kwathi, yakugqiba ukuyidla imifuno yelizwe, ndathi mna, Nkosi Yehova, khawuxolele; wothini na uYakobi ukuma? kuba mncinane yena.

3. Wazohlwaya uYehova ngenxa yoko: Oko akuyi kubakho; watsho uYehova.

4. Yenjenje ukundibonisa iNkosi uYehova: Nantso iNkosi uYehova ibiza umlilo, ukuba yohlwaye ngawo; wawagqiba amanzi amaninzi enzonzobila, wasitshisa isahlulo sehlabathi.

5. Ndathi, Nkosi Yehova, khawuyeke; wothini na uYakobi ukuma? kuba mncinane yena.

6. Wazohlwaya uYehova ngenxa yoko: Nako oko akuyi kubakho; itsho iNkosi uYehova.

7. Yenjenje ukundibonisa: Nantso iNkosi imi eludongeni olumpuluswa, iphethe ngesandla ilothe yokulungelelanisa.

8. UYehova wathi kum, Ubona ntoni na, Amosi? Ndathi, Ilothe yokulungelelanisa. Yathi iNkosi, Yabona, ndibeka ilothe esazulwini sabantu bam amaSirayeli; andiyi kubuya ndiphinde ndidlule kubo.

9. Ziya kuchithwa iziganga zakwaIsake, zibengamanxuwa iingcwele zakwaSirayeli, ndisukele phezulu kwindlu kaYarobheham ngekrele.

10. UAmatsiya, umbingeleli waseBheteli, wathumela kuYarobheham ukumkani wakwaSirayeli, esithi, Ukucebile uAmosi esazulwini sendlu kaSirayeli; ilizwe alinakuwanyamezela onke amazwi akhe.

11. Ngokuba uAmosi utsho ukuthi, Uya kufa likrele uYarobheham, amaSirayeli aya kuthinjwa, afuduswe emke elizweni lawo.

12. Wathi uAmatsiya kuAmosi, Mboni, hamba, urhole uye ezweni lakwaYuda, udle khona isonka sakho, uprofete khona;

13. kodwa uze ungabi saphinda uprofete eBheteli, kuba yingcwele yokumkani khona, yindlu yakomkhulu leyo.

14. Waphendula uAmosi, wathi kuAmatsiya, Andimprofeti, andinyana wamprofeti; ndingumalusi weenkomo, ndingumbuthi weziqhamo zomthombe.

15. Kuba uYehova wandithabatha ndisalusa umhlambi, uYehova wathi kum, Yiya uprofete kubantu bam amaSirayeli.

16. Ngoko ke live ilizwi likaYehova. Uthi wena, Akuyi kuprofeta kumaSirayeli, akuyi kuwisa ntetho kwindlu kaIsake.

17. Ngako oko, utsho uYehova ukuthi, Umfazi wakho uya kuhenyuza phakathi komzi, bawe likrele oonyana bakho neentombi zakho; umhlaba wakho wabiwe ngolutya, ke wena ufele emhlabeni oyinqambi; amaSirayeli aya kuthinjwa, afuduswe emke elizweni lawo.

About UAmos Chapter 7

Read UAmos Chapter 7 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of UAmos in the Old Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.

Book Information

Book: UAmos
Chapter: 7
Testament: Old Testament

How to Read this Chapter

Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading UAmos. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.

https://www.youtube.com/watch?v=rzsT_Q3KLzE

More Resources

Continue Reading the Bible

Continue reading UAmos Chapter 7 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.

Frequently Asked Questions

What is UAmos Chapter 7?

UAmos Chapter 7 is part of the Book of UAmos in the Holy Bible.

Can I read this chapter online?

Yes. You can read the complete UAmos Chapter 7 online for free with easy chapter navigation.

More Chapters from ITestamente Endala

  1. UIsaya Chapter 1
  2. IGenesis Chapter 3
  3. ILevitikus Chapter 1
  4. UYoshuwa Chapter 10
  5. IEksodus Chapter 2
  6. IEksodus Chapter 1
  7. EcclesiastesImiZekeliso Chapter 2

Explore More from uamos

  1. UAmos Chapter 5
  2. UAmos Chapter 4
  3. UAmos Chapter 9
  4. UAmos Chapter 3
  5. UAmos Chapter 1
  6. UAmos Chapter 2
  7. UAmos Chapter 6

Related Chapters & Readings

  1. ImiZekeliso Chapter 31
  2. IiNdumiso Chapter 10
  3. 2 KaSamuweli Chapter 9
  4. 1 KaSamuweli Chapter 3
  5. IiNdumiso Chapter 129
  6. 1 YooKumkani Chapter 10
  7. UYeremiya Chapter 42
Share Your Love

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *