1 YeziKronike Chapter 10

For English

Read 1 YeziKronike Chapter 10 Online

Read 1 YeziKronike Chapter 10 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of 1 YeziKronike in the Old Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of 1 YeziKronike and the Holy Bible online.

Choose a Chapter

1 YeziKronike 10

Isahluko 10

1. Ke kaloku amaFilisti alwa namaSirayeli; asaba amadoda akwaSirayeli phambi kwamaFilisti, awa engxwelerhiwe ezintabeni zaseGilibhowa.

2. AmaFilisti athana mbende noSawule noonyana bakhe. AmaFilisti ambulala uYonatan, noAbhinadabhi, noMalekishuwa, oonyana bakaSawule.

3. Yanzima imfazwe kuSawule. Bamfumana abatoli, wathuthumela ngenxa yabatoli.

4. Wathi uSawule kumphathi weentonga zakhe, Rhola ikrele lakho, undihlabe ngalo, hleze beze aba bangalukileyo, bafekethe ngam. Akavuma umphathi weentonga zakhe, ngokuba ubesoyika kakhulu. Walithabatha uSawule ikrele, waziwisa phezu kwalo.

5. Uthe umphathi weentonga zakhe, akubona ukuba ufile uSawule, waziwisa naye phezu kwekrele lakhe, wafa.

6. Wafa ke uSawule, noonyana bakhe abathathu, nendlu yakhe yonke; bafa kunye.

7. Athi onke amadoda akwaSirayeli abesentilini leyo, akubona ukuba kusatyiwe, ukuba ufile uSawule noonyana bakhe, ayilahla imizi yawo, asaba; eza ke amaFilisti, ahlala kuyo.

8. Kwathi ngengomso, amaFilisti eza kubhunyula ababuleweyo, amfumana uSawule noonyana bakhe bewile ezintabeni zaseGilibhowa.

9. Ambhunyula, ayisusa intloko yakhe neentonga zakhe, athumela ezweni lamaFilisti ngeenxa zonke, ukuba aluxele olu daba lumnandi kwizithixo zabo nasebantwini.

10. Azibeka iintonga zakhe endlwini yezithixo zawo, ukakayi lwakhe alubethelela endlwini kaDagon.

11. Beva bonke abaseYabheshe yaseGiliyadi konke awakwenzayo amaFilisti kuSawule,

12. esuka onke amadoda anobukroti, asithwala isidumbu sikaSawule nezidumbu zoonyana bakhe, azizisa eYabheshe. Awangcwaba amathambo abo phantsi komterebhinti eYabheshe, azila ukudla imihla yasixhenxe.

13. Wafa ke uSawule ngokumeneza kwakhe, awameneza ngako kuYehova, ezwini likaYehova angaligcinanga; kwanangokubuzisa kwakhe koneshologu, ngokuquqela kuye,

14. akaquqela kuYehova; wambulala ke, wabuguqulela ubukumkani kuDavide unyana kaYese.

About 1 YeziKronike Chapter 10

Read 1 YeziKronike Chapter 10 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of 1 YeziKronike in the Old Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.

Book Information

Book: 1 YeziKronike
Chapter: 10
Testament: Old Testament

How to Read this Chapter

Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading 1 YeziKronike. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.

https://www.youtube.com/watch?v=rzsT_Q3KLzE

More Resources

Continue Reading the Bible

Continue reading 1 YeziKronike Chapter 10 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.

Frequently Asked Questions

What is 1 YeziKronike Chapter 10?

1 YeziKronike Chapter 10 is part of the Book of 1 YeziKronike in the Holy Bible.

Can I read this chapter online?

Yes. You can read the complete 1 YeziKronike Chapter 10 online for free with easy chapter navigation.

More Chapters from 1-yezikronike

  1. 1 YeziKronike Chapter 1
  2. 1 YeziKronike Chapter 28
  3. 1 YeziKronike Chapter 19
  4. 1 YeziKronike Chapter 22
  5. 1 YeziKronike Chapter 29
  6. 1 YeziKronike Chapter 25
  7. 1 YeziKronike Chapter 14

Explore More from ITestamente Endala

  1. UYobhi Chapter 41
  2. 1 KaSamuweli Chapter 29
  3. ImiZekeliso Chapter 26
  4. INgoma yazo iiNgoma Chapter 2
  5. IGenesis Chapter 26
  6. IEksodus Chapter 16
  7. IiNdumiso Chapter 136

Related Chapters & Readings

  1. UMateyu Chapter 1
  2. 2 YeziKronike Chapter 8
  3. IiNdumiso Chapter 147
  4. 2 YeziKronike Chapter 13
  5. ImiZekeliso Chapter 18
  6. IGenesis Chapter 32
  7. ILevitikus Chapter 14
Share Your Love

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *