UIsaya Chapter 12

For English

Read UIsaya Chapter 12 Online

Read UIsaya Chapter 12 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of UIsaya in the Old Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of UIsaya and the Holy Bible online.

Choose a Chapter

UIsaya 12

Isahluko 12

1. Uya kuthi wena ngaloo mini, Ndiyabulela kuwe, Yehova, ngokokuba ubundiqumbele, waza wabuya umsindo wakho, wandithuthuzela wena.

2. Yabona, uThixo ukukusindiswa kwam; ndikholosile, andikwantyi; ngokokuba iqhayiya lam nengoma yam nguYa, nguYehova obuye waba lusindiso kum.

3. Ngoko ke niya kukha amanzi ninemihlali emithonjeni yosindiso;

4. nithi ngaloo mini, Bulelani kuYehova, nqulani igama lakhe, zaziseni ezizweni izenzo zakhe, izenzo zakhe ezincamisayo; likhankanyeni igama lakhe ukuba liyingxonde.

5. Mbetheleni uhadi uYehova; ngokuba enze ngobungangamsha; makwazeke oko ehlabathini lonke.

6. Tsholoza umemelele, wena mmi waseZiyon; ngokuba mkhulu phakathi kwakho oyiNgcwele kaSirayeli.

About UIsaya Chapter 12

Read UIsaya Chapter 12 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of UIsaya in the Old Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.

Book Information

Book: UIsaya
Chapter: 12
Testament: Old Testament

How to Read this Chapter

Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading UIsaya. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.

https://www.youtube.com/watch?v=rzsT_Q3KLzE

More Resources

Continue Reading the Bible

Continue reading UIsaya Chapter 12 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.

Frequently Asked Questions

What is UIsaya Chapter 12?

UIsaya Chapter 12 is part of the Book of UIsaya in the Holy Bible.

Can I read this chapter online?

Yes. You can read the complete UIsaya Chapter 12 online for free with easy chapter navigation.

More Chapters from ITestamente Endala

  1. IiNdumiso Chapter 1
  2. IiNdumiso Chapter 3
  3. IiNdumiso Chapter 2
  4. IiNdumiso Chapter 14
  5. IiNdumiso Chapter 13
  6. IiNdumiso Chapter 7
  7. IiNdumiso Chapter 4

Explore More from Uisaya

  1. UIsaya Chapter 40
  2. UIsaya Chapter 35
  3. UIsaya Chapter 33
  4. UIsaya Chapter 63
  5. UIsaya Chapter 36
  6. UIsaya Chapter 7
  7. UIsaya Chapter 17

Related Chapters & Readings

  1. UYoshuwa Chapter 24
  2. 1 KaSamuweli Chapter 14
  3. 1 YooKumkani Chapter 18
  4. UDaniyeli Chapter 6
  5. UNehemiya Chapter 1
  6. UMarko Chapter 8
  7. IDuteronomi Chapter 10
Share Your Love

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *