UYobhi Chapter 25

For English

Read UYobhi Chapter 25 Online

Read UYobhi Chapter 25 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of UYobhi in the Old Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of UYobhi and the Holy Bible online.

Choose a Chapter

UYobhi 25

Isahluko 25

1. Wasusela uBhiledadi wakwaShuwa, wathi,

2. Ulawulo nonkwantyiso lunaye; Wenza uxolo ezindaweni zakhe eziphezulu.

3. Inokubalwa na imikhosi yakhe? Ngubani na ongaphunyelwayo kukukhanya kwakhe?

4. Angathini na umntu ukuba lilungisa kuThixo? Angathini na ukuba ngoqaqambileyo ozelwe ngumfazi?

5. Yabona, nenyanga ayimhlophe, Neenkwenkwezi aziqaqambile, emehlweni akhe.

6. Ubeke phi na ke umntu, impethu le, Nonyana ka-Adam, umbungu lo?

About UYobhi Chapter 25

Read UYobhi Chapter 25 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of UYobhi in the Old Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.

Book Information

Book: UYobhi
Chapter: 25
Testament: Old Testament

How to Read this Chapter

Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading UYobhi. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.

https://www.youtube.com/watch?v=rzsT_Q3KLzE

More Resources

Continue Reading the Bible

Continue reading UYobhi Chapter 25 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.

Frequently Asked Questions

What is UYobhi Chapter 25?

UYobhi Chapter 25 is part of the Book of UYobhi in the Holy Bible.

Can I read this chapter online?

Yes. You can read the complete UYobhi Chapter 25 online for free with easy chapter navigation.

More Chapters from ITestamente Endala

  1. UIsaya Chapter 1
  2. IGenesis Chapter 3
  3. ILevitikus Chapter 1
  4. UYoshuwa Chapter 10
  5. IEksodus Chapter 2
  6. IEksodus Chapter 1
  7. EcclesiastesImiZekeliso Chapter 2

Explore More from Uyobhi

  1. UYobhi Chapter 42
  2. UYobhi Chapter 31
  3. UYobhi Chapter 20
  4. UYobhi Chapter 11
  5. UYobhi Chapter 19
  6. UYobhi Chapter 2
  7. UYobhi Chapter 40

Related Chapters & Readings

  1. IiNdumiso Chapter 87
  2. IsiTyhilelo Chapter 18
  3. KumaHebhere Chapter 10
  4. UYeremiya Chapter 31
  5. 1 KaSamuweli Chapter 23
  6. IDuteronomi Chapter 17
  7. 2 YooKumkani Chapter 18
Share Your Love

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *