Read EcclesiastesImiZekeliso Chapter 12 Online
Read EcclesiastesImiZekeliso Chapter 12 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of EcclesiastesImiZekeliso in the Old Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of EcclesiastesImiZekeliso and the Holy Bible online.
Choose a Chapter
EcclesiastesImiZekeliso 12
Isahluko 12
1. Uze umkhumbule ke uMdali wakho ngemihla yobutsha bakho, ingekezi imihla yobubi, ingekafiki iminyaka owothi ngayo, Ayindiyolele;
2. lingekabi mnyama ilanga, nokukhanya, nenyanga, neenkwenkwezi, engekabuyi amafu emva kwemvula;
3. loo mini baya kungevezela abagcini bendlu, agobe amadoda anobukroti, ziyeke iintokazi ezisilayo ngokuba zimbalwa, kube mnyama kwabakhangela ngeefestile;
4. zivalwe iingcango ngasesitratweni, kwakubon’ ukuba sidambile isandi sokusila, evuka kwazisathetha iintaka, zinqwilile zonke iintombi zengoma;
5. naxeshikweni baya kuzoyika iindawo eziphakamileyo, neento eziqhiphula umbilini zibe sendleleni; utyatyambe umamangile, uchabachabase umqhathu, utshitshe umnqweno; ngokuba umntu esiya ekhayeni lakhe laphakade, bajikajike ezitratweni abambambazeli;
6. ingekaqhawuki intambo yesilivere, lityumke iselwa legolide, uqhekeke umphanda emthonjeni, yaphuke ivili iwe equleni;
7. lungekabuyeli emhlabeni uthuli, njengoko belunjalo, umoya ubuyele kuThixo owawunikayo.
8. Amampunge awo amampunge, itsho iNtshumayeli; into yonke ingamampunge.
9. Phezu koko, ngokuba iNtshumayeli ibisisilumko, yamana ibafundisa abantu ukwazi, yalinganisela, yabagocagoca, yayila imizekeliso emininzi.
10. INtshumayeli yafuna, inga ingafumana amazwi anandiphekayo, kuthi nokubhalwayo kulunge, ibe ngamazwi enyaniso.
11. Amazwi ezilumko anjengeemviko; anjengezikhonkwane ezitshonisiweyo asezintlanganiseleni, anikwe ngumalusi emnye.
12. Nangaphezu koko, nyana wam, vuseleleka; ukwenza iincwadi ezininzi akunakuphela, nokuphikela ukufunda okuninzi kudinisa inyama.
13. Ukuhlanganiswa kwentetho, yakuba ivakele into yonke, nanku: Yoyika uThixo, ugcine imithetho yakhe; ngokuba indawo leyo yimfanelo yoluntu lonke.
14. Ngokuba izenzo zonke uThixo uya kuzizisa ekugwetyweni, izinto zonke ezifihlakeleyo, nokuba zilungile nokuba zimbi.
About EcclesiastesImiZekeliso Chapter 12
Read EcclesiastesImiZekeliso Chapter 12 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of EcclesiastesImiZekeliso in the Old Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.
Book Information
Book: EcclesiastesImiZekeliso
Chapter: 12
Testament: Old Testament
How to Read this Chapter
Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading EcclesiastesImiZekeliso. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.
More Resources
Continue Reading the Bible
Continue reading EcclesiastesImiZekeliso Chapter 12 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.
Frequently Asked Questions
What is EcclesiastesImiZekeliso Chapter 12?
EcclesiastesImiZekeliso Chapter 12 is part of the Book of EcclesiastesImiZekeliso in the Holy Bible.
Can I read this chapter online?
Yes. You can read the complete EcclesiastesImiZekeliso Chapter 12 online for free with easy chapter navigation.
More Chapters from ecclesiastesimizekeliso
- EcclesiastesImiZekeliso Chapter 1
- EcclesiastesImiZekeliso Chapter 2
- EcclesiastesImiZekeliso Chapter 7
- EcclesiastesImiZekeliso Chapter 3
- EcclesiastesImiZekeliso Chapter 9
- EcclesiastesImiZekeliso Chapter 11
- EcclesiastesImiZekeliso Chapter 8
Explore More from ITestamente Endala
- ImiZekeliso Chapter 16
- AbaGwebi Chapter 21
- UYoshuwa Chapter 9
- 1 YeziKronike Chapter 24
- 1 YeziKronike Chapter 7
- UNahum Chapter 3
- UIsaya Chapter 13