2 KwabaseKorinte Chapter 10

For English

Read 2 KwabaseKorinte Chapter 10 Online

Read 2 KwabaseKorinte Chapter 10 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of 2 KwabaseKorinte in the New Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of 2 KwabaseKorinte and the Holy Bible online.

Choose a Chapter

2 KwabaseKorinte 10

Isahluko 10

1. Ke kaloku ndiyaniyala ngabo ubulali nokuthantamisa kukaKristu, mna Pawulos ngokwam, ndingothobekileyo kambe ngembonakalo, xa ndiphakathi kwenu, kodwa ndakuba ndingekho ndiba nobugagu kuni:

2. ndiyakhunga ke, ukuze ndingathi, ndakuba ndikho, ndibe nobugagu ngoko kukholosa, ndiba ndoba nobuganga ngako kubo abathile, ababa sihamba ngokwenyama.

3. Kuba noko sihamba sisenyameni, asiphumi mkhosi ngokwenyama;

4. kuba zona iintonga esiphuma ngazo umkhosi, azizezenyama; kuye uThixo zinamandla okuwisa iinqaba;

5. siwisa ngazo nje amabhongo, nayo yonke into ephakamileyo, eziphakamisayo ngokuchasa ukwazi uThixo; iingqiqo zonke sizithimbela ekumlulameleni uKristu;

6. sizilungisele ukuphindezela konke ukungamlulameli, xa kuthe kwazaliseka okwenu ukumlulamela.

7. Izinto nizikhangela ngokwembonakalo na? Ukuba umntu ukholose ngokuthi ungokaKristu, makabuye acinge oku ngokwakhe, ukuba njengokuba engokaKristu yena, ngokunjalo singabakaKristu nathi.

8. Kuba, naxa bendingathi ndigqithisele ukuqhayisa ngalo igunya lethu, esalinikwayo yiNkosi ukuba sinakhe, singanichithi, bendingedaniyo;

9. nditsho ukuze ndingangi ndifuna ukunoyikisa ngazo iincwadi ezi;

10. ngokuba kuthiwa, Iincwadi ezi zakhe okunene zinzima, zinamandla; kodwa ke akubakho ngenkqu akanamandla, nokuthetha kwakhe akunto yanto.

11. Onjalo ke makacinge le nto: njengoko sinjalo ngako ukuthetha ngeencwadi, sakuba singekho, sikwanjalo ngawo umsebenzi, sakuba sikho.

12. Kuba asinabuganga bakuzibalela nakuzifanisa nabo abathile abaziyalezayo; bona abanangqondo, bezilinganisela nje kwakubo ngokwabo, bezifanisa nje nabo ngokwabo.

13. Ke thina asisayi kuqhayisa sigqithise emlinganiselweni; soqhayisa ngokomlingani selo womda esiwabelwe nguThixo, ukuba ube ngumlinganiselo oya kufikelela nakuni.

14. Kuba asizoluli ngokugqithiseleyo, ngathi asifikeleli kuni; kuba sesafikelelayo nakuni sineendaba ezilungileyo zikaKristu.

15. Asiqhayisi sigqithise emlinganiselweni ngokubulaleka kwabanye; ke sinethemba, ukuba lwakukhula ukholo lwenu, siya kwenziwa bakhulu phakathi kwenu ngokomda wethu, sigqithisele,

16. side sizishumayele iindaba ezilungileyo ezindaweni ezingaphaya kwenu; singaqhayisi ngesilinganiselo somnye, ngezinto ke esezilungisiwe.

17. Oqhayisayo ke, makaqhayise ngeNkosi.

18. Kuba oyena ucikidekileyo asingoziyalezayo, ngoyalezwa yiNkosi.

About 2 KwabaseKorinte Chapter 10

Read 2 KwabaseKorinte Chapter 10 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of 2 KwabaseKorinte in the New Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.

Book Information

Book: 2 KwabaseKorinte
Chapter: 10
Testament: New Testament

How to Read this Chapter

Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading 2 KwabaseKorinte. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.

https://www.youtube.com/watch?v=rzsT_Q3KLzE

More Resources

Continue Reading the Bible

Continue reading 2 KwabaseKorinte Chapter 10 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.

Frequently Asked Questions

What is 2 KwabaseKorinte Chapter 10?

2 KwabaseKorinte Chapter 10 is part of the Book of 2 KwabaseKorinte in the Holy Bible.

Can I read this chapter online?

Yes. You can read the complete 2 KwabaseKorinte Chapter 10 online for free with easy chapter navigation.

More Chapters from 2-kwabasekorinte

  1. 2 KwabaseKorinte Chapter 6
  2. 2 KwabaseKorinte Chapter 2
  3. 2 KwabaseKorinte Chapter 4
  4. 2 KwabaseKorinte Chapter 13
  5. 2 KwabaseKorinte Chapter 9
  6. 2 KwabaseKorinte Chapter 7
  7. 2 KwabaseKorinte Chapter 1

Explore More from ITestamente Entsha

  1. UYohane Chapter 10
  2. KumaHebhere Chapter 12
  3. 1 KaPetros Chapter 4
  4. IZenzo Chapter 11
  5. IZenzo Chapter 1
  6. KumaHebhere Chapter 4
  7. UMateyu Chapter 7

Related Chapters & Readings

  1. UNehemiya Chapter 1
  2. UIsaya Chapter 14
  3. 1 KwabaseKorinte Chapter 16
  4. 2 YeziKronike Chapter 25
  5. AbaGwebi Chapter 14
  6. UYeremiya Chapter 15
  7. UIsaya Chapter 59
Share Your Love

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *