INgoma yazo iiNgoma Chapter 1

For English

Read INgoma yazo iiNgoma Chapter 1 Online

Read INgoma yazo iiNgoma Chapter 1 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of INgoma yazo iiNgoma in the Old Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of INgoma yazo iiNgoma and the Holy Bible online.

Choose a Chapter

INgoma yazo iiNgoma 1

Isahluko 1

1. Ingoma yazo iingoma, eyekaSolomon.

2. Makandange ngokwanga komlomo wakhe; Ngokuba izincokoliso zakho zimnandi ngaphezu kwewayini.

3. Amafutha akho anevumba elimnandi; Liyioli ethululwayo igama lakho; Ngenxa yoko iintombi ziyakuthanda.

4. Nditsale, sogidima emva kwakho; Ukuba ukumkani undingenise ezingontsini zakhe, Sogcoba, sivuye ngawe. Sozikhankanya izincokoliso zakho ngaphezu kwewayini; Zikuthanda zinyanisile.

5. Ndimnyama, ndinomkhitha noko, Zintombi zaseYerusalem, Njengeentente zakwaKedare, Njengamalengalenga kaSolomon.

6. Musani ukundikhangela ngakuba ndife mnyama, Ngakuba nditshe lilanga. Oonyana bakama bandivuthela ngomsindo, Bandenza umlindi wezidiliya; Ke esisesam isidiliya andisilindanga.

7. Khawundixilele, wena uthandwa ngumphefumlo wam, Walusela phi na? Uyibuthisa phi na imihlambi emini enkulu? Ngokuba kungani na ukuba ndibe njengogqubutheleyo Ngasemihlambini yamakholwane akho?

8. Ukuba akwazi, nzwakazindini phakathi kweentokazi, Phuma, uhambe ngemikhondo yomhlambi, Uwaluse amatakane akho ngaseminqubeni yabalusi.

9. Ndikufanekise, wethu, Nehashe kwaweenqwelo zikaFaro!

10. Zinomkhitha izidlele zakho ziingcaca, Umqala wakho zizidanga.

11. Sokwenzela iingcaca zegolide Ezinamaqhula esilivere.

12. Xa ukumkani asesetafileni yakhe, Inadusi yam isuka ilikhuphe ivumba layo.

13. Sisiqhuma semore intanda yam kum, Esihleli phakathi kwamabele am.

14. Sisihloko sekofere intanda yam kum Ezidiliyeni zase-Engedi.

15. Yabona, uyinzwakazi, wethu! Yabona, uyinzwakazi! Amehlo akho anjengawamavukuthu.

16. Yabona, uyinzwakazi, ntanda yam; ewe, umnandi; Umandlalo wethu uluhlaza.

17. Imiqadi yendlu yethu yimisedare, Iipanele zethu yimisipres.

About INgoma yazo iiNgoma Chapter 1

Read INgoma yazo iiNgoma Chapter 1 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of INgoma yazo iiNgoma in the Old Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.

Book Information

Book: INgoma yazo iiNgoma
Chapter: 1
Testament: Old Testament

How to Read this Chapter

Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading INgoma yazo iiNgoma. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.

https://www.youtube.com/watch?v=rzsT_Q3KLzE

More Resources

Continue Reading the Bible

Continue reading INgoma yazo iiNgoma Chapter 1 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.

Frequently Asked Questions

What is INgoma yazo iiNgoma Chapter 1?

INgoma yazo iiNgoma Chapter 1 is part of the Book of INgoma yazo iiNgoma in the Holy Bible.

Can I read this chapter online?

Yes. You can read the complete INgoma yazo iiNgoma Chapter 1 online for free with easy chapter navigation.

More Chapters from ingoma-yazo-iingoma

  1. INgoma yazo iiNgoma Chapter 4
  2. INgoma yazo iiNgoma Chapter 8
  3. INgoma yazo iiNgoma Chapter 7
  4. INgoma yazo iiNgoma Chapter 2
  5. INgoma yazo iiNgoma Chapter 3
  6. INgoma yazo iiNgoma Chapter 5
  7. INgoma yazo iiNgoma Chapter 6

Explore More from ITestamente Endala

  1. IiNdumiso Chapter 83
  2. IiNdumiso Chapter 4
  3. UHoseya Chapter 1
  4. URute Chapter 2
  5. IGenesis Chapter 37
  6. IiNdumiso Chapter 55
  7. UHabhakuki Chapter 3

Related Chapters & Readings

  1. IGenesis Chapter 41
  2. UNehemiya Chapter 12
  3. UHoseya Chapter 1
  4. 1 YeziKronike Chapter 15
  5. IZenzo Chapter 19
  6. INumeri Chapter 26
  7. IGenesis Chapter 40
Share Your Love

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *