1 YeziKronike Chapter 4

For English

Read 1 YeziKronike Chapter 4 Online

Read 1 YeziKronike Chapter 4 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of 1 YeziKronike in the Old Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of 1 YeziKronike and the Holy Bible online.

Choose a Chapter

1 YeziKronike 4

Isahluko 4

1. Oonyana bakaYuda nguPeretse, noHetseron, noKarmi, noHuri, noShobhali.

2. URehaya, unyana kaShobhali, wazala uYahati; uYahati wazala uAhumayi noLahadi. Yiyo le imizalwane yabaseTsora.

3. Yiyo le eyazala amaEtam: nguYezereli, noIshma, noIdebhashe; igama lodade wabo belinguHatseleleponi;

4. noPenuweli ozala amaGedore, noEzere ozala amaHusha. Ngabo abo oonyana bakaHuri, amazibulo kaEfrata, ozala amaBhetelehem.

5. UAshuri, ozala amaTekowa, ebena bafazi ababini, uHela noNahara.

6. UNahara wamzalela uAhuzam, noHefere, namaTemeni, namaHahashtari. Ngabo abo oonyana bakaNahara.

7. Oonyana bakaHela nguTserete, noYetsohare, noEtenan.

8. UKotsi wazala uAnubhi, noTsobhebha; nemizalwane ka-Aharele, unyana kaHarum.

9. Ke kaloku uYabhetse ebezukile kunabazalwana bakhe. Unina wamthiya igama lokuba nguYabhetse, esithi, Ndimzele ngokubulaleka.

10. UYabhetse wamnqula uThixo wakwaSirayeli, wathi, Ngamana wandisikelela, wawandisa ummandla wam, isandla sakho saba nam, wandithintela ebubini, ukuze ndingabulaleki. UThixo wamenzela loo nto wayicelayo.

11. UKelubhi, umkhuluwa kaShuwa, wazala uMehire, onguyise kaEshton.

12. UEshton wazala indlu kaRafa, noPaseha, noTehina, ozala umzi kaNahashe. Ngawo lawo amadoda akwaReka.

13. Oonyana bakaKenazi: uOteniyeli noSeraya; oonyana bakaOteniyeli nguHatati noMehonotayi.

14. UMehonotayi wazala uOfera; uSeraya wazala uYowabhi, ozala ooGeharashim, ngokuba bebeziingcibi.

15. Oonyana bakaKalebhi, unyana kaYefune, ngooIru, noEla, noNaham; oonyana bakaEla; nabakaKenazi.

16. Oonyana bakaYehaleleli ngooZifi noZifa, ngooTireya noAsareli.

17. Oonyana bakaEzera nguYetere, noMerede, noEfere, noYalon. Wazala uMiriyam, noShamayi, noIshbha, ozala amaEshtemowa.

18. Umkakhe uYehudiya wazala uYerede, ozala amaGedore; noHebhere, ozala amaSoko; noYekutiyeli, ozala amaZanowa. Ngabo abo oonyana bakaBhitya, intombi kaFaro, awayizekayo uMerede.

19. Oonyana bomkakhe uHodiya, udade boNaham: ngozala amaKehila, umGarmi; nozala amaEshtemowa, umMahaka.

20. Oonyana bakaShimon ngooAmnon noRina, ngooBhen-hanan noTilon. Oonyana bakaIshi ngooZohete noBhen-zohete.

21. Oonyana bakaShela, unyana kaYuda, ngooEre ozala amaLeka, noLada ozala amaMaresha, nemizalwane yendlu yabasebenza ilinen ecikizekileyo, yendlu ka-Ashbheya;

22. noYokim, namadoda aseKozebha, noYowashe, noSarafe (aba bazizikhulu kwaMowabhi), noYashubhi-lehem. Ke ezo zinto zezakudala.

23. Ngabo abo ababumbi nabemi baseNetayim neGedera; bahlala khona nokumkani emsebenzini wakhe.

24. Oonyana bakaSimon nguNemuweli, noYamin, noYaribhi, nguZera noSawule,

25. nguShalum unyana wakhe, nguMibhesam unyana wakhe, nguMishma unyana wakhe.

26. Oonyana bakaMishma nguHamuweli unyana wakhe, nguZakure unyana wakhe, nguShimehi unyana wakhe.

27. UShimehi ubenoonyana abalishumi elinabathandathu, neentombi ezintandathu; abazalwana bakhe ababanga nabantwana baninzi; wonke umzalwane wabo awandanga njengonyana bakaYuda.

28. Bahlala eBher-shebha, naseMolada, naseHatsare-shuwali,

29. naseBhileha, nase-Etsem, naseToladi,

30. naseBhetuweli, naseHorma, naseTsikelage,

31. naseBhete-markabhoti, naseHatsarsusim, naseBhete-bhiri, naseShaharayim. Yabiyiyo leyo imizi yabo, wada uDavide waba ngukumkani.

32. Nemizi yabo yiEtam neAyin, yiRimon neToken neAshan: izixeko ezihlanu;

33. nemizana yonke ebeyiyiphahlile loo mizi, kwesa kwaBhahali. Zizo ezo iindawo zokuhlala kwabo, benokubhalelwa emilibeni yokuzalwa kwabo.

34. UMeshobhabhi, noYamleki, noYosha unyana ka-Amatsiya,

35. noYoweli, noYehu unyana kaYoshibhiya, unyana kaSeraya, unyana ka-Asiyeli,

36. noEliyohenayi, noYahakobha, noYeshohaya, noAsaya, noAdiyeli, noYesimiyeli, noBhenaya;

37. noZiza unyana kaShifi, unyana ka-Alon, unyana kaYedaya, unyana kaShimri, unyana kaShemaya:

38. abo bakhankanyiweyo ngamagama ababezizikhulu emizalwaneni yabo. Izindlu zooyise zanaba kunene.

39. Baya entshonalanga kweGedore, bezisa empumalanga komfula, beyifunela utyani impahla yabo emfutshane.

40. Bafumana utyani bukhulile, bubuhle; ilizwe libanzi ngeenxa zombini, lizolile, lonwabile; ngokuba abakaHam babemi khona kudala.

41. Beza abo babhaliweyo amagama ngemihla kaHezekiya ukumkani wakwaYuda, bazixhaxha iintente zabo, bawasingela phantsi namaMehun abawafumana khona, unanamhla. Bahlala ezikhundleni zabo; ngokuba bekukho utyani bempahla yabo emfutshane khona.

42. Kwaphuma kubo, koonyana bakaSimon abo, kwaya entabeni yaseSehire, amadoda angamakhulu amahlanu, ephethwe ngooPelatiya, noNehariya, noRefaya, noUziyeli, oonyana bakaIshi.

43. Baxabela amaqongqolo ama-Amaleki abesindile; bahlala khona unanamhla.

About 1 YeziKronike Chapter 4

Read 1 YeziKronike Chapter 4 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of 1 YeziKronike in the Old Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.

Book Information

Book: 1 YeziKronike
Chapter: 4
Testament: Old Testament

How to Read this Chapter

Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading 1 YeziKronike. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.

https://www.youtube.com/watch?v=rzsT_Q3KLzE

More Resources

Continue Reading the Bible

Continue reading 1 YeziKronike Chapter 4 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.

Frequently Asked Questions

What is 1 YeziKronike Chapter 4?

1 YeziKronike Chapter 4 is part of the Book of 1 YeziKronike in the Holy Bible.

Can I read this chapter online?

Yes. You can read the complete 1 YeziKronike Chapter 4 online for free with easy chapter navigation.

More Chapters from 1-yezikronike

  1. 1 YeziKronike Chapter 1
  2. 1 YeziKronike Chapter 28
  3. 1 YeziKronike Chapter 19
  4. 1 YeziKronike Chapter 29
  5. 1 YeziKronike Chapter 26
  6. 1 YeziKronike Chapter 25
  7. 1 YeziKronike Chapter 22

Explore More from ITestamente Endala

  1. 2 YooKumkani Chapter 19
  2. IiNdumiso Chapter 9
  3. 1 YooKumkani Chapter 22
  4. IGenesis Chapter 15
  5. UHezekile Chapter 23
  6. IGenesis Chapter 27
  7. IGenesis Chapter 46

Related Chapters & Readings

  1. IsiTyhilelo Chapter 15
  2. 1 KaSamuweli Chapter 17
  3. UYeremiya Chapter 45
  4. IEksodus Chapter 8
  5. IGenesis Chapter 17
  6. UIsaya Chapter 7
  7. UYeremiya Chapter 34
Share Your Love

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *