Read 1 KuTimoti Chapter 3 Online
Read 1 KuTimoti Chapter 3 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of 1 KuTimoti in the New Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of 1 KuTimoti and the Holy Bible online.
Choose a Chapter
1 KuTimoti 3
Isahluko 3
1. Lithembekile ilizwi eli lithi, Ukuba ubani ungxamele ubuveleli, unqwenela umsebenzi omhle.
2. Umveleli ngoko umelwe kukuthi abe ngongenakukhalazelwa, eyindoda yamfazi mnye, eyingcathu, enesidima, ezibekile, ebuka iindwendwe, enokufundisa;
3. engageziswa yiwayini, engembethi, engemngxameli wanzuzo imbi. Makabe ngothantamisayo, engalwi, engemthandi wamali;
4. eyongamele kakuhle eyakhe indlu, abantwana bakhe bemthobele, benokundileka konke
5. (kuba ukuba umntu akakwazi ukuyongamela eyakhe indlu, angathini na ukuphatha ibandla likaThixo?);
6. angabi ngosandula ukungeniswa, ukuze angathiwa lwale likratshi, eyele ekugwetyweni koMtyholi.
7. Kanjalo ke umelwe kukuthi abe nobungqina obuhle obuvela kwabangaphandle, ukuze angeyeli engcikivweni nasesibatheni soMtyholi.
8. Kwangokunjalo abalungiseleli bamelwe kukuba nokundileka, bangabi ntlolela yombini, bangazinikeli kwiwayini eninzi, bangangxameli nzuzo imbi;
9. mababe nemfihlo yokholo esazeleni esihlambulukileyo.
10. Nabo aba ke mabacikidwe ukuqala; bandule ke ukulungiselela, bengabangenakumangaleleka.
11. Kwangokunjalo abafazi bamelwe kukuba nokundileka, bangabi ngabahlebi; mababe ziingcathu, bathembeke ezintweni zonke.
12. Abalungiseleli mababe ngamadoda abafazi ngabanye, besongamela kakuhle abantwana nezindlu ezizezabo.
13. Kuba abo balungiselele kakuhle, bazizuzela isimo esihle, nokungafihlisi okukhulu ekukholweni, okukuKristu Yesu.
14. Ezi zinto ndizibhala kuwe, ndithembe ukuba ndiya kuza kuwe kamsinya.
15. Ukuba ke ndithe ndalibala, ndikubhalela ukuze wazi, ukuba kumelwe kukuthiwani na ukuhanjwa endlwini kaThixo, yona ilibandla likaThixo ophilileyo, intsika nesiseko sayo inyaniso.
16. Kananjalo, ngokuvunyiweyo, inkulu imfihlelo yona leyo yokuhlonela uThixo: lowo wabonakalaliswa esenyameni, wagwetyelwa esemoyeni, wabonakala kwizithunywa zezulu, wavakaliswa phakathi kweentlanga, kwakholwa kuye ehlabathini, wenyuswa waba sebuqaqawulini.
About 1 KuTimoti Chapter 3
Read 1 KuTimoti Chapter 3 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of 1 KuTimoti in the New Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.
Book Information
Book: 1 KuTimoti
Chapter: 3
Testament: New Testament
How to Read this Chapter
Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading 1 KuTimoti. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.
More Resources
Continue Reading the Bible
Continue reading 1 KuTimoti Chapter 3 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.
Frequently Asked Questions
What is 1 KuTimoti Chapter 3?
1 KuTimoti Chapter 3 is part of the Book of 1 KuTimoti in the Holy Bible.
Can I read this chapter online?
Yes. You can read the complete 1 KuTimoti Chapter 3 online for free with easy chapter navigation.
More Chapters from 1-kutimoti
- 1 KuTimoti Chapter 5
- 1 KuTimoti Chapter 4
- 1 KuTimoti Chapter 2
- 1 KuTimoti Chapter 1
- 1 KuTimoti Chapter 6
Explore More from ITestamente Entsha
- UYohane Chapter 10
- UMateyu Chapter 7
- KumaHebhere Chapter 1
- UYohane Chapter 3
- IZenzo Chapter 8
- UMateyu Chapter 2
- 2 KwabaseKorinte Chapter 1