UHoseya Chapter 1

For English

Read UHoseya Chapter 1 Online

Read UHoseya Chapter 1 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of UHoseya in the Old Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of UHoseya and the Holy Bible online.

Choose a Chapter

UHoseya 1

Isahluko 1

1. Ilizwi likaYehova elafika kuHoseya unyana kaBheri, ngemihla kaUziya, kaYotam, ka-Ahazi, kaHezekiya, ookumkani bakwaYuda; ngemihla kaYarobheham unyana kaYowashe, ukumkani wakwaSirayeli.

2. Ukuqala kokuthetha kukaYehova noHoseya, wathi uYehova kuHoseya, Yiya uzeke umfazi wobuhenyu nabantwana bobuhenyu; ngokuba ilizwe lihenyuze kakhulu, lemka kuYehova.

3. Waya ke, wazeka uGomere intombi kaDibhelayim; wakhawula, wamzalela unyana.

4. UYehova wathi kuye, Mthiye igama lokuba nguYizereli; ngokuba kusaya kuba ngumzuzwana, ndiwavelele amagazi akwaYizereli kwindlu kaYehu, ndibuphelise ubukumkani bendlu kaSirayeli.

5. Kuya kuthi ngaloo mini ndisaphule isaphetha sakwaSirayeli entilini yaseYizereli.

6. Waphinda wakhawula, wazala intombi. Wathi uYehova kuye, Yithiye igama lokuba nguAkenzelwanga-mfesane ngokuba andiyi kuba saphinda ndiyenzele mfesane indlu kaSirayeli, ndingabaxoleli nokubaxolela.

7. Ndiya kuyenzela imfesane ke indlu kaYuda, ndibasindise ngoYehova uThixo wabo, ndingabasindisi ngasaphetha, nangakrele, nangamfazwe, ngamahashe, nangabamahashe.

8. Akumlumla ke uAkenzelwanga-mfesane, wakhawula wazala unyana.

9. Wathi uYehova, Mthiye igama lokuba nguAsibantu-bam; ngokuba aningabantu bam, nam andiyi kuba ngowenu.

10. Ke inani loonyana bakaSirayeli liya kuba ngangentlabathi yaselwandle, engalinganiswayo, engabalwayo; kuthi endaweni yokuba kuthiwe kubo, Aningabantu bam, kusuke kuthiwe kubo, Ningoonyana bakaThixo ophilileyo.

11. Bohlanganisana ndawonye oonyana bakaYuda noonyana bakaSirayeli, bazimisele intloko ibe nye, banyuke baphume kwelo zwe; kuba iya kuba nkulu imini yaseYizereli.

About UHoseya Chapter 1

Read UHoseya Chapter 1 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of UHoseya in the Old Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.

Book Information

Book: UHoseya
Chapter: 1
Testament: Old Testament

How to Read this Chapter

Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading UHoseya. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.

https://www.youtube.com/watch?v=rzsT_Q3KLzE

More Resources

Continue Reading the Bible

Continue reading UHoseya Chapter 1 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.

Frequently Asked Questions

What is UHoseya Chapter 1?

UHoseya Chapter 1 is part of the Book of UHoseya in the Holy Bible.

Can I read this chapter online?

Yes. You can read the complete UHoseya Chapter 1 online for free with easy chapter navigation.

More Chapters from ITestamente Endala

  1. UIsaya Chapter 1
  2. IGenesis Chapter 3
  3. UYoshuwa Chapter 10
  4. ILevitikus Chapter 1
  5. IEksodus Chapter 2
  6. IEksodus Chapter 1
  7. EcclesiastesImiZekeliso Chapter 1

Explore More from uhoseya

  1. UHoseya Chapter 3
  2. UHoseya Chapter 9
  3. UHoseya Chapter 12
  4. UHoseya Chapter 10
  5. UHoseya Chapter 4
  6. UHoseya Chapter 11
  7. UHoseya Chapter 7

Related Chapters & Readings

  1. 1 UYohane Chapter 4
  2. UMarko Chapter 12
  3. IEksodus Chapter 25
  4. UYoshuwa Chapter 22
  5. UYobhi Chapter 40
  6. IGenesis Chapter 27
  7. UIsaya Chapter 43
Share Your Love

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *