Read INgoma yazo iiNgoma Chapter 8 Online
Read INgoma yazo iiNgoma Chapter 8 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of INgoma yazo iiNgoma in the Old Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of INgoma yazo iiNgoma and the Holy Bible online.
Choose a Chapter
INgoma yazo iiNgoma 8
Isahluko 8
1. Akwaba ubunjengomnakwethu Obesanya amabele kama! Bendingathi, ndikufumene phandle, ndikwange, Bangandideli noko.
2. Bendiya kukuqhuba, bendiya kukusa endlwini kama; Ubuya kundifundisa. Bendiya kukuseza iwayini eqholiweyo, Nencindi yomrharnate wam.
3. Isandla sayo sokhohlo besiya kuba phantsi kwentloko yam, Esokunene sayo sindiwole.
4. Zintombi zaseYerusalem, ndiyanifungisa, Ningathini na ukuluvusa, ningathini na ukuluvuselela uthando, Lude luthande?
5. Ngubani na lo unyuka evela entlango, Esayama intanda yakhe? Ngaphantsi komapile lo ndakuvusa wena. Khona apha waba nenimba ngawe unyoko, Khona apha waba nenimba owakuzalayo.
6. Ndibeke njengomsesane wokutywina entliziyweni yakho, njengomsesane wokutywina engalweni yakho. Ngokuba uthando lunjengokufa, ukuba nengcwangu, Ubukhwele bunjengelabafileyo, ukuba lukhuni: Amalangatye abo ngamalangatye omlilo, Ngamadangatye kaYehova.
7. Amanzi amaninzi akanakulucima uthando; Imilambo ayinakuluntywilisela. Ingafanelana indoda irhole bonke ubuncwane bendlu yayo ngenxa yothando, Ingadelwa ideliwe.
8. Sinomsakwethu omncinane, Akakabi namabele. Siya kuthini na ngomsakwethu, Mini aganelweyo?
9. Ukuba uludonga yena, Siya kwakha phezu kwalo uqoqo lwesilivere; Ukuba ungumnyango, Somrhaqa ngamaceba omsedare.
10. Ndaba ludonga mna, namabele am anjengenqaba; Ndaza emehlweni ayo ndaba njengo fumene uxolo.
11. USolomon ubenesidiliya eBhahali-amon, Isidiliya wasinikela kubagcini, Ukuze elowo azise iwaka lesilivere ngesiqhamo saso.
12. Isidiliya sam, esisesam, sona siselulawulweni lwam; Iwaka elo lelakho, Solomon; Amakhulu amabini ngawabagcini besiqhamo saso.
13. Wena uhleliyo emiyezweni, Amakholwane alibazela indlebe izwi lakho, Ndivise.
14. Dloba, ntanda yam, Uxelise ibhadi namankonyana amaxhama Ezintabeni zobulawu.
About INgoma yazo iiNgoma Chapter 8
Read INgoma yazo iiNgoma Chapter 8 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of INgoma yazo iiNgoma in the Old Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.
Book Information
Book: INgoma yazo iiNgoma
Chapter: 8
Testament: Old Testament
How to Read this Chapter
Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading INgoma yazo iiNgoma. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.
More Resources
Continue Reading the Bible
Continue reading INgoma yazo iiNgoma Chapter 8 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.
Frequently Asked Questions
What is INgoma yazo iiNgoma Chapter 8?
INgoma yazo iiNgoma Chapter 8 is part of the Book of INgoma yazo iiNgoma in the Holy Bible.
Can I read this chapter online?
Yes. You can read the complete INgoma yazo iiNgoma Chapter 8 online for free with easy chapter navigation.
More Chapters from ingoma-yazo-iingoma
- INgoma yazo iiNgoma Chapter 4
- INgoma yazo iiNgoma Chapter 7
- INgoma yazo iiNgoma Chapter 1
- INgoma yazo iiNgoma Chapter 2
- INgoma yazo iiNgoma Chapter 3
- INgoma yazo iiNgoma Chapter 6
- INgoma yazo iiNgoma Chapter 5
Explore More from ITestamente Endala
- 1 YeziKronike Chapter 14
- UHezekile Chapter 39
- UMalaki Chapter 2
- IDuteronomi Chapter 31
- INumeri Chapter 20
- IDuteronomi Chapter 14
- IEksodus Chapter 12