Read INgoma yazo iiNgoma Chapter 6 Online
Read INgoma yazo iiNgoma Chapter 6 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of INgoma yazo iiNgoma in the Old Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of INgoma yazo iiNgoma and the Holy Bible online.
Choose a Chapter
INgoma yazo iiNgoma 6
Isahluko 6
1. Iye phi na intanda yakho, Wena nzwakazindini phakathi kweentokazi? Ibheke ngaphi na intanda yakho, Ukuze sikufunise?
2. Intanda yam ihle yaya emyezweni wayo, emityinweni yetyeleba, Ukuba yalusele emyezweni, ukuba ikhe iinyibiba.
3. Mna ndingowentanda yam, nentanda yam yeyam yona; Yalusela ezinyibibeni.
4. Uyinzwakazi, wethu, njengeTirtsa, Unomkhitha njengeYerusalem; Woyikeka njengemikhosi eneebhanile.
5. Wasuse amehlo akho kum, Ngokuba andiqwelile. Iinwele zakho zinjengomhlambi weebhokhwe Ezisemathambekeni aseGiliyadi.
6. Amazinyo akho anjengomhlambi weemazi zeegusha Ezinyukayo, zivela ekuhlanjweni, Zonke zizele amawele, Kungekho ifelweyo kuzo.
7. Zinjengothanda lwerharnate iintlafuno zakho, Ngaphaya kwesigqubuthelo sakho.
8. Bangamashumi amathandathu ookumkanikazi, angamashumi asibhozo amashweshwe, Neentombi ezingenakubalwa.
9. Mnye yena olivukuthu lam oyingqibeleli yam; Mnye yena kunina, Umnyulwa walowo wamzalayo. Zambona iintombi, zathi unoyolo, Bamdumisa ookumkanikazi namashweshwe.
10. Ngubani na lo uthi gqi njengesifingo, Mhle njengenyanga, Unyulu njengelanga, Woyikeka njengemikhosi eneebhanile?
11. Bendihle ndaya emyezweni weminoti, Ukuba ndikhangele uhlaza lwesihlambo, Ndikhangele ukuba umdiliya unamathupha na, Imirharnate ityatyambile na.
12. Bendingazi ukuba umphefumlo wam undibeke Ezinqwelweni zabantu bam, zamanene.
13. Buya, buya, mShulamikazi; Buya, buya, sikubone. Nibona ntoni na kumShulamikazi, Njengokungathi kukuqamba kwabaMahanayim?
About INgoma yazo iiNgoma Chapter 6
Read INgoma yazo iiNgoma Chapter 6 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of INgoma yazo iiNgoma in the Old Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.
Book Information
Book: INgoma yazo iiNgoma
Chapter: 6
Testament: Old Testament
How to Read this Chapter
Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading INgoma yazo iiNgoma. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.
More Resources
Continue Reading the Bible
Continue reading INgoma yazo iiNgoma Chapter 6 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.
Frequently Asked Questions
What is INgoma yazo iiNgoma Chapter 6?
INgoma yazo iiNgoma Chapter 6 is part of the Book of INgoma yazo iiNgoma in the Holy Bible.
Can I read this chapter online?
Yes. You can read the complete INgoma yazo iiNgoma Chapter 6 online for free with easy chapter navigation.
More Chapters from ingoma-yazo-iingoma
- INgoma yazo iiNgoma Chapter 4
- INgoma yazo iiNgoma Chapter 7
- INgoma yazo iiNgoma Chapter 1
- INgoma yazo iiNgoma Chapter 8
- INgoma yazo iiNgoma Chapter 2
- INgoma yazo iiNgoma Chapter 3
- INgoma yazo iiNgoma Chapter 5
Explore More from ITestamente Endala
- UIsaya Chapter 11
- UYeremiya Chapter 45
- UNahum Chapter 2
- UIsaya Chapter 46
- 2 YooKumkani Chapter 20
- UIsaya Chapter 45
- IiNdumiso Chapter 48