1 KwabaseTesalonika Chapter 3

For English

Read 1 KwabaseTesalonika Chapter 3 Online

Read 1 KwabaseTesalonika Chapter 3 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of 1 KwabaseTesalonika in the New Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of 1 KwabaseTesalonika and the Holy Bible online.

Choose a Chapter

1 KwabaseTesalonika 3

Isahluko 3

1. Kungoko kwathi, singasenakuzibamba, kwakholeka kuthi ukuba sisale eAtene sedwa.

2. Sathuma uTimoti, umzalwana wethu, umlungiseleli kaThixo, osebenza nathi ezindabeni ezilungileyo zikaKristu, ukuze anizimase, anivuselele ngenxa yokholo lwenu,

3. kungabikho namnye ushukunyiswayo zezi mbandezelo; kuba nisazi ngokwenu ukuba simiselwe zona.

4. Kuba xenikweni besikuni, sanixelela ngenxa engaphambili ukuba siza kubandezelwa; njengokuba kwaba njalo, nani niyazi.

5. Ngenxa yoko nam ndithe, ndingasenakuzibamba, ndathumela ukuba ndilwazi ukholo lwenu, hleze abe unihendile uMhendi, saba sifuma ne sabulaleka.

6. Ngoku ke uTimoti, efikile nje kuthi evela kuni, wasishumayeza iindaba ezilungileyo zokholo nezothando lwenu; nokuba nihlala ninokusikhumbula okuhle, nilangazelela ukusibona, kwanjengokuba nathi silangazelela ukunibona.

7. Ngenxa yoko sithuthuzelekile, bazalwana, nini, kuyo yonke imbandezelo nengxakeko yethu ngalo ukholo lwenu;

8. ngokuba ngoku siphilile, ukuba nina nithi nime eNkosini.

9. Kuba singambuyekeza ngambulelo mni na uThixo ngani, kulo lonke uvuyo esivuya ngalo ngenxa yenu phambi koThixo wethu,

10. ubusuku nemini sikhunga ngokugqithiseleyo kakhulu, ukuba sibubone ubuso benu, sikuzalise ukusilela kokholo lwenu?

11. Wanga ke uThixo ngokwakhe, uBawo wethu, neNkosi yethu uYesu Kristu, angayilungisa indlela yethu yokuza kuni.

12. Yanga ke iNkosi inganandisa, inityebise eluthandweni, omnye komnye nakubo bonke, kwanjengokuba nathi sisenjenjalo kuni;

13. ukuze izizimase iintliziyo zenu, zingabi nakusoleka, zibe ngcwele phambi koThixo uBawo wethu, ekufikeni kweNkosi yethu uYesu Kristu nabo bonke abangcwele bayo.

About 1 KwabaseTesalonika Chapter 3

Read 1 KwabaseTesalonika Chapter 3 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of 1 KwabaseTesalonika in the New Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.

Book Information

Book: 1 KwabaseTesalonika
Chapter: 3
Testament: New Testament

How to Read this Chapter

Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading 1 KwabaseTesalonika. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.

https://www.youtube.com/watch?v=rzsT_Q3KLzE

More Resources

Continue Reading the Bible

Continue reading 1 KwabaseTesalonika Chapter 3 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.

Frequently Asked Questions

What is 1 KwabaseTesalonika Chapter 3?

1 KwabaseTesalonika Chapter 3 is part of the Book of 1 KwabaseTesalonika in the Holy Bible.

Can I read this chapter online?

Yes. You can read the complete 1 KwabaseTesalonika Chapter 3 online for free with easy chapter navigation.

More Chapters from 1-kwabasetesalonika

  1. 1 KwabaseTesalonika Chapter 5
  2. 1 KwabaseTesalonika Chapter 4
  3. 1 KwabaseTesalonika Chapter 2
  4. 1 KwabaseTesalonika Chapter 1

Explore More from ITestamente Entsha

  1. ULuka Chapter 13
  2. ULuka Chapter 6
  3. IZenzo Chapter 16
  4. KumaGalati Chapter 1
  5. 2 KwabaseKorinte Chapter 2
  6. 1 KwabaseKorinte Chapter 10
  7. KwabaseRoma Chapter 9

Related Chapters & Readings

  1. IDuteronomi Chapter 2
  2. ImiZekeliso Chapter 12
  3. AbaGwebi Chapter 21
  4. KwabaseRoma Chapter 12
  5. IZenzo Chapter 14
  6. 1 YeziKronike Chapter 11
  7. UYoshuwa Chapter 22
Share Your Love

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *