Read KumaGalati Chapter 6 Online
Read KumaGalati Chapter 6 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of KumaGalati in the New Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of KumaGalati and the Holy Bible online.
Choose a Chapter
KumaGalati 6
Isahluko 6
1. Bazalwana, ukuba umntu uthe waqutyulwa nokuqutyulwa sisiphoso esithile, nina bangaboMoya, mlulekeni onjalo ninomoya wobulali; uzilumkela ukuba ungahendwa nawe.
2. Thwalisanani ubunzima, ize ngokunjalo niwuzalise umthetho kaKristu;
3. kuba umntu, ukuba uba uyinto, engento, uyazikhohlisa.
4. Elowo ke makawucikide owakhe umsebenzi, wayeya kwandula ukuba neqhayiya ngokwakhe yedwa, angabi nalo ngomnye;
5. kuba elowo uya kuwuthwala owakhe umthwalo.
6. Makathi ke lowo ufundiswayo ilizwi, abelane nalowo ufundisayo ngeento zonke ezilungileyo.
7. Musani ukulahlekiswa; uThixo yena asingowokuhlekisa. Kuba into athe wahlwayela yona umntu, wovuna kwayona;
8. ngokuba lowo uhlwayelela eyakhe inyama, wovuna ukonakala ngokwasenyameni; lowo uhlwayelela uMoya ke, wovuna ubomi obungunaphakade ngokwaseMoyeni.
9. Ke ekwenzeni okulungileyo masingethi amandla; kuba sovuna ngexesha elililo, ukuba asityhafi.
10. Njengoko singathi sibe nethuba, masisebenze okulungileyo kubo bonke, ngokukodwa ke kwabendlu yokholo.
11. Bonani ukuba kukhulu kokubhala endinibhalele ngako ngesam isandla.
12. Bonke abathanda ukuba babe nesimilo esihle ngokwangaphandle, abo ke baninyanzela ukuba naluswe; benzela nje kodwa ukuze bangatshutshiswa ngawo umnqamlezo kaKristu.
13. Kuba kwanabo balukayo, bengawubambi umthetho, bathanda ukuba naluswe, ukuze baqhayise ngeyiyeyenu inyama.
14. Mna ke mandingakhe ndiqhayise nganto, ingenguwo umnqamlezo weNkosi yethu uYesu Kristu, ekuthe ngaye ihlabathi kum labethelelwa emnqamlezweni, ndathi nam kwihlabathi ndabethelelwa emnqamlezweni.
15. Kuba kwabakuKristu Yesu, akunamandla anto ukwaluka nokungaluki; into enamandla sisidalwa esitsha.
16. Bonke ke abahamba ngalo mgca, makube luxolo nenceba kubo ke, nakwabangamaSirayeli kaThixo.
17. Elokugqiba ndithi, Makungabikho namnye undixhamlayo; kuba mna, iimpawu zeNkosi uYesu ndiziphethe ngomzimba wam.
18. Ubabalo lweNkosi yethu uYesu Kristu malube nomoya wenu, bazalwana. Amen.
About KumaGalati Chapter 6
Read KumaGalati Chapter 6 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of KumaGalati in the New Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.
Book Information
Book: KumaGalati
Chapter: 6
Testament: New Testament
How to Read this Chapter
Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading KumaGalati. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.
More Resources
Continue Reading the Bible
Continue reading KumaGalati Chapter 6 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.
Frequently Asked Questions
What is KumaGalati Chapter 6?
KumaGalati Chapter 6 is part of the Book of KumaGalati in the Holy Bible.
Can I read this chapter online?
Yes. You can read the complete KumaGalati Chapter 6 online for free with easy chapter navigation.
More Chapters from ITestamente Entsha
- IsiTyhilelo Chapter 21
- IsiTyhilelo Chapter 1
- IsiTyhilelo Chapter 10
- IsiTyhilelo Chapter 8
- UYohane Chapter 1
- IsiTyhilelo Chapter 14
- IsiTyhilelo Chapter 13
Explore More from kumagalati
- KumaGalati Chapter 1
- KumaGalati Chapter 2
- KumaGalati Chapter 4
- KumaGalati Chapter 3
- KumaGalati Chapter 5