Read 2 UYohane Chapter 1 Online
Read 2 UYohane Chapter 1 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of 2 UYohane in the New Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of 2 UYohane and the Holy Bible online.
Choose a Chapter
2 UYohane 1
Isahluko 1
1. Indoda enkulu ibhalela inkosikazi enyuliweyo nabantwana bayo, endibathandayo mna ngenyaniso; ingendim ndedwa, ingabo bonke abayazileyo inyaniso;
2. ngenxa yenyaniso ehleliyo kuthi, eya kuba nathi ngonaphakade:
3. ithi, Makubekho kuni ubabalo, nenceba, noxolo oluvela kuThixo uYise, nakwiNkosi yethu uYesu Kristu, uNyana kaYise, kuni basenyanisweni naseluthandweni.
4. Ndavuya kunene kuba ndifumene kubantwana bakho kukho abahamba enyanisweni, njengoko samkelayo umthetho kuye uYise.
5. Nangoku ndiyakucela, nkosikazi, kungengakuba ndikubhalela umthetho omtsha; ndikubhalela lowo sasinawo kwasekuqalekeni: ukuba sithandane.
6. Lulo ke olu uthando, ukuba sihambe ngokwemithetho yakhe. Nguwo lo umthetho, njengokuba nevayo kwasekuqalekeni, ukuba nihambe kuwo.
7. Ngokuba kungene abalahlekisi abaninzi ehlabathini, abangamvumiyo uYesu Kristu esiza esenyameni. Lowo ngumkhohlisi nomchasi-Kristu.
8. Zilumkeleni, ukuba singalahlekani nezinto esizisebenzileyo; masamkele umvuzo ozalisekileyo.
9. Bonke abagqithayo, abangahlaliyo emfundisweni kaKristu, abanaThixo; ohleliyo emfundisweni kaKristu, lowo unaye uYise noNyana.
10. Ukuba umntu uza kuni, engazisi yona le mfundiso, musani ukumamkela endlwini yenu, ningambulisi nokumbulisa;
11. kuba lowo umbulisayo unobudlelane naye ngemisebenzi yakhe engendawo.
12. Ndinezinto ezininzi nje zokunibhalela, andingi ndingazibhala ngaphepha nangainki; ndithembe ukuza kuni, sithethe ngomlomo, ukuze uvuyo lwethu luzaliseke.
13. Bayakubulisa abantwana bodade wenu onyuliweyo. Amen.
About 2 UYohane Chapter 1
Read 2 UYohane Chapter 1 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of 2 UYohane in the New Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.
Book Information
Book: 2 UYohane
Chapter: 1
Testament: New Testament
How to Read this Chapter
Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading 2 UYohane. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.
More Resources
Continue Reading the Bible
Continue reading 2 UYohane Chapter 1 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.
Frequently Asked Questions
What is 2 UYohane Chapter 1?
2 UYohane Chapter 1 is part of the Book of 2 UYohane in the Holy Bible.
Can I read this chapter online?
Yes. You can read the complete 2 UYohane Chapter 1 online for free with easy chapter navigation.
More Chapters from 2 Uyohane
Explore More from ITestamente Entsha
- EkaYakobi Chapter 5
- IZenzo Chapter 16
- KumaGalati Chapter 3
- IZenzo Chapter 1
- ULuka Chapter 23
- UMateyu Chapter 12
- IsiTyhilelo Chapter 8