UYona Chapter 2

For English

Read UYona Chapter 2 Online

Read UYona Chapter 2 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of UYona in the Old Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of UYona and the Holy Bible online.

Choose a Chapter

UYona 2

Isahluko 2

1. UYona wathandaza kuYehova uThixo wakhe embilinini wentlanzi, wathi, Ndakhala kuYehova ndisembandezelweni, Wandiphendula;

2. Ndazibika ndisesiswini selabafileyo, Waliva wena ilizwi lam.

3. Ngokuba wawundiphosa enzulwini, embilinini yeelwandle, Umlambo waba ngeenxa zonke kum; Adlula phezu kwam onke amaza akho alwayo, namaza akho agugumayo.

4. Ndathi ke mna, Ndigxothiwe phambi kwamehlo akho; Noko ke ndiya kubuya ndibheke etempileni yakho engcwele.

5. Andirhawula amanzi, ada eza emphefumlweni; Andijikeleza amanzi enzonzobila; Ingca yolwandle yayithi jize intloko yam.

6. Ndehla ndaya ezikhondweni zeentaba; Lona ihlabathi, imivalo yalo yandivalela ngonaphakade; Wasuka wabunyusa emhadini ubomi bam, Yehova Thixo wam.

7. Ekutyhafeni komphefumlo wam ngaphakathi kwam, ndakhumbula uYehova: Wafika kuwe umthandazo wam etempileni yakho engcwele.

8. Abagcine amampunge angento yanto Bashiya inceba yabo

9. Ke mna ndiya kubingelela kuwe ndinezwi lokubulela: Endakubhambathisayo ndiya kukuzalisa. Usindiso lukuYehova.

10. UYehova wathetha nentlanzi, yamhlanzela uYona emhlabeni owomileyo.

About UYona Chapter 2

Read UYona Chapter 2 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of UYona in the Old Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.

Book Information

Book: UYona
Chapter: 2
Testament: Old Testament

How to Read this Chapter

Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading UYona. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.

https://www.youtube.com/watch?v=rzsT_Q3KLzE

More Resources

Continue Reading the Bible

Continue reading UYona Chapter 2 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.

Frequently Asked Questions

What is UYona Chapter 2?

UYona Chapter 2 is part of the Book of UYona in the Holy Bible.

Can I read this chapter online?

Yes. You can read the complete UYona Chapter 2 online for free with easy chapter navigation.

More Chapters from ITestamente Endala

  1. IiNdumiso Chapter 1
  2. IiNdumiso Chapter 3
  3. IiNdumiso Chapter 2
  4. IiNdumiso Chapter 14
  5. IiNdumiso Chapter 13
  6. IiNdumiso Chapter 7
  7. IiNdumiso Chapter 11

Explore More from uyona

  1. UYona Chapter 3
  2. UYona Chapter 4
  3. UYona Chapter 1

Related Chapters & Readings

  1. 1 KaPetros Chapter 2
  2. UIsaya Chapter 18
  3. KwabaseRoma Chapter 4
  4. 2 YooKumkani Chapter 4
  5. IEksodus Chapter 17
  6. UYoshuwa Chapter 17
  7. UYobhi Chapter 19
Share Your Love

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *