KuTito Chapter 2

For English

Read KuTito Chapter 2 Online

Read KuTito Chapter 2 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of KuTito in the New Testament. Browse every verse with easy chapter navigation, continue to the next chapter, or explore the complete Book of KuTito and the Holy Bible online.

Choose a Chapter

KuTito 2

Isahluko 2

1. Ke wena, thetha izinto eziyifaneleyo imfundiso ephilileyo;

2. ukuba amadoda amakhulu abe ziingcathu, andileke, abe nesidima, aphile elukholweni, eluthandweni, elunyamezelweni;

3. ukuba abafazi abakhulu kwangokunjalo babe nesimilo esibafaneleyo, bangabi ngabatyholi; bangazilahleli kwiwayini eninzi; bafundise okuhle;

4. ukuze bayale abafazana ukuba babe nesidima, bawathande amadoda abo, babathande abantwana babo,

5. babe nesidima, babe nyulu, basebenze ezindlwini zabo, babe nokulunga, bawathobele awabo amadoda, ukuze ilizwi likaThixo linganyeliswa.

6. Kwangokunjalo amadoda amatsha wayale ukuba abe nesidima.

7. Ezintweni zonke zenze umzekelo wemisebenzi emihle;

8. emfundisweni ube ngomsulwa, ngondilekileyo, ngolizwi liphilileyo, lingenakugwetywa; ukuze ochasayo abe neentloni, engenanto imbi yakuthetha ngani.

9. Amakhoboka wathethele ukuba azithobele iinkosi zawo, abe ngakholekileyo kakuhle ezintweni zonke, engaphiki; angashinti;

10. asuke abonakalalise konke ukuthembeka okulungileyo, ukuze ayivathise imfundiso yoMsindisi wethu uThixo ezintweni zonke.

11. Kuba lubonakele kubantu bonke ubabalo lukaThixo, lulolusindisayo;

12. lusiqeqesha ukuze sithi, sikuncama ukungahloneli Thixo nokukhanuka okukokwehlabathi, sihlale ngokunesidima, nangokubulungisa, nangokuhlonela uThixo, kweli phakade langoku;

13. silinde ithemba elinoyolo, nembonakalo yobuqaqawuli boThixo omkhulu, uMsindisi wethu uYesu Kristu,

14. owazinikela ngenxa yethu, ukuze asikhulule ngokusihlawulela kuko konke ukuchasa umthetho, azihlambululele abantu abangabakhe, abazondelela imisebenzi emihle.

15. Ezi zinto zithethe, uvuselele, wohlwaye ngawo wonke ummiselo. Makungabikho namnye ukudelayo.

About KuTito Chapter 2

Read KuTito Chapter 2 online from the Holy Bible. This chapter is part of the Book of KuTito in the New Testament. Continue reading with the chapter navigation above or explore the complete book.

Book Information

Book: KuTito
Chapter: 2
Testament: New Testament

How to Read this Chapter

Use the Previous and Next Chapter buttons to continue reading KuTito. You can also adjust the font size for comfortable reading and browse other books of the Bible using the navigation links.

https://www.youtube.com/watch?v=rzsT_Q3KLzE

More Resources

Continue Reading the Bible

Continue reading KuTito Chapter 2 and explore every book, chapter and verse of the Holy Bible. Use the navigation links above and below to move through the Scriptures with ease.

Frequently Asked Questions

What is KuTito Chapter 2?

KuTito Chapter 2 is part of the Book of KuTito in the Holy Bible.

Can I read this chapter online?

Yes. You can read the complete KuTito Chapter 2 online for free with easy chapter navigation.

More Chapters from ITestamente Entsha

  1. IsiTyhilelo Chapter 21
  2. IsiTyhilelo Chapter 10
  3. IsiTyhilelo Chapter 1
  4. IsiTyhilelo Chapter 14
  5. IsiTyhilelo Chapter 8
  6. UYohane Chapter 1
  7. IsiTyhilelo Chapter 13

Explore More from Kutito

  1. KuTito Chapter 1
  2. KuTito Chapter 3

Related Chapters & Readings

  1. IiNdumiso Chapter 101
  2. UEzra Chapter 7
  3. IiNdumiso Chapter 87
  4. 2 YeziKronike Chapter 4
  5. UYeremiya Chapter 21
  6. AbaGwebi Chapter 10
  7. EcclesiastesImiZekeliso Chapter 7
Share Your Love

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *